Hey ibiliqhawe lamaqhawe Eli...nyani isiphiwo sakhe simbizele iintshaba.Abantu abamoyiki uThixo. Ndimthande xa esithi, yilibale ipast yakho because you will never change it but you can master your future.Rev Nkomfa ebesithi xa ethetha umve ukuba uyavangela ngoku kuthetha uThixo through yena... Hey Maan right through the day, ndizabakhaphukhaphu.There are few like him bethuna.Lale ngoxolo Qhawe lama Qhawe
Hyo andinamazwi ngulo tata.....lala ngwevu uphumile ushiyeke ezitliziyweni zethu ❤❤
Nomthi Siqwana seeeeeee mtaka Nkomfa 😭😭😭 mphefumlo wakho mawuphumle ngoxolo
utsho kamnandi tata kufa awunamhlni kodwa kungentando katixo phumla ngoxolo sakuhlala sikuthanda sikhubhula Amen
Awu madoda mtaka Nkomfa wakhala kabuhlungu kanti sezibona izibane
😭My grandma's fav aow nkosi yam continue to rest baba
mr nokhwe ndiyayi thanda lengoma ngoba abantu bayandizonda andisayi nasecaweni mna ngoba ndizondelwa isiphiwo sam. thank you kuwe rev nkomfa amen
Oyini ndizamela OH GOD😭😭RIP Mfundisi
Isiphiwo sam oow umculo wakho uyakushiyeka ezintliziyweni bawooo
Oww bawo ndikhusele bawo isiphiwo Sam sindenzela intshaba 😭😭🙏🙏
Oh! Tatam yhini Bazalwane what a gift Nkosoyam usathana akayithandi into entle I'm still hurt ngo Tata but ilisi liyabona
You are no longer with us Rev but ur preachings and your songs they still keep us going in this cruel world,may your soul continue to rest in peace 😭
Rev Nkomfa uphilisa imilwelwe emininzi uvuse abafileyo emiphefumlweni umculo wakho unesinqi senknqe sicaka phambili Amen
eish tata 😭😭💔sohlala sikuthanda aphukhoyo uyohlala usezintliziyweni zenu
Ow iyandisikelela le ngoma❤
Wayibona kudala Tata lento😢
May your soul RIP
Wow R.I.P Tata u blessing me more on this one I like that pat "Animoyikina uThixo"?😢
Rev Nkomfa uyandisikelela noba sendikhathazekile xandimele yona ndiva ndi Blessed
owh this song gives me strength of people who don't want me ukuthi mandiphumelele elayfini
luvuyo
Oh yini ndenzeni yini ndizizamela animoyiki na uThixo
Yahoo yandigulisa lengoma yhini bawo
Bade bambhungele isphiwo sakhe nkomfa uyayenza nto yakho tata enkosi bawo ngalo tata
Utsho kamandi Tata.....shu
Tshuuuuuu ndikhusele Thixo wam esisiphiwo sindibizeli ntshaba
nantsi indoda igxwala, niyenzani iyagxwala ide ithi mama yhoo. kwaaa yagxwala indoda siyabulela tata.
Anoyiki na uThixo....uyintonina umntu
yooo ncedani he is the bread winner
Oh nkosi tata Nkomfa
seeeeee yhooooo yhiiiiin yasngase ndikwele bhasi ndigoduke
ndicel nindiphe yona plz
ndoyika nizandilimaza ndanibona niyandibhunga ndikhusele Thixo
Oh tata ukufa ndiyaphila nguwe
yhini Mama iyhooh mama ishuuuuh iyandisikelela le ngoma😢😢😭
Inene bazondilimaza...
Animoyiki na uThixo...I like this song ..amazwi wayo awakhohlisi yinyaniso nje yodwa
Ohhh yhini mfundisi😢😥😥😢💔💔💔
Iyhoooooo mamaaaa shu!
Hope Musica have this I'm so blessed can't sleep listen the whole album need one
Wow Lala ngoxolo besisalindele omkulu
Abantwana bam
ye nokhwe khawundisenele lengoma
yoooo this song yini ndenzenii bazalwana
oh!! nkoc yam tatuNkomfa Inene utsho kamnandi kangaka
hamba mzion
Oh thixo ndihlangule yini thixo intshaba animoyiki na uthixo
Animoyiki na uThixo uyandivuselela Tata
Hay hay hamba mzayon iyhooo weMama hayi bo!
Bambana naba..bambana nam Yehova
Yhoo this song is touching plz zihlobo ningambulali umntana wabantu uyazizamela....
Shuu kuya vakala tata wandivuselela emoyeni oh yini nkosi yam animoyiki na uthixo
Oh nkosi safela iziphiwo zethu
plz guys zoyenza ring tone yam wow yandiphilisa le ngoma
Yhini bazalwane👐👐
Ayingobantu abazalwana zinyoka ezhlekayo
yhoo lotata guyzzz wenza kakhulu
Ngabe sawuziveza phi na iziphiwo zethu xa zisibizela ukufa yini bawo thethelela
iyandisikelela ngoma
hi Raymond i love this song it reminds me zion
Smaila Simon
Wow rev Nkomfa andinamazwi
Wow what a song.❤
Woww what a song love it
Ohh my God💔😓😓
Ntsiii madoda😢😢😢😢😢
Ngifela isiphiwo sami hhay bazalwane
Iyhooo mama iyhooo mamaaaaaaaa 😇
Tsiii kuyavakala Bawo kunzima kweli lizwe
yhooo lotata bethuna...he knows how to revive a person
hamba siyoni
haaaamba zion uyandiphilisa lotata
JESUS ☝️🤞
heeeeh....hay uyandiqala kengoku ndizihlelele
May ur precious soul rest in peace Tata kodwa kufa
Ndiyakuzonda
powerful song
yhini lengoma,yhini tata..hamba mzion..thixo
Animoyiki na u Tixo anoyiki buyambo
Anelisa Mziba how to download his songs guys help mi pls
I love it...share plz 👏
utsho kabahlungu lo tata yooo
Lala ngoxolo umnculo wakho uyavuselela wakulahlekelwa lithemba
Eshi "isphiwo sami singibizeli ntshaba" lalu phumle ndode nkulu uyibekile induku ebandla
Nide nindibhunge?
oyhini bazomlimaza hay tata umculo wakho
Ey tata uyandivuselela yintoni umona lento ayilwelwa icelwa kuthixo
🎉😢oh tata
yhini usishiya sisasondela kuwe
bazomlimaza knosi yam
😢😢, RIP Rev Nkomfa
hayi thixo khomncede plz abantu abayithandi into entle
Yhuuu wandikhumbuza e Zion madoda lo tata
AMEN TATA SHUUU
enkosi mtax kunini ndiyifuna lengom.
ndicela nindiphe plz
0734603720
ude wayifumana cela undiphe
khandisendele nam le ngoma plz guys
Yhoo ngathi wsyesazi
Haleluya TATA NKoMFa
ndicela undiphe lengoma plz
hallelujah tell me the meaning of his song
hamba mzion
Ndicela undi sendele yona via WhatsApp plz0720955570
ooh watsho kabuhlungu tata bakwenzani ,yini umtanomntu anisenasizi
Eeeeeeeeeeh nkosi yam.animoyiki uthixo nyan????
Hey ibiliqhawe lamaqhawe Eli...nyani isiphiwo sakhe simbizele iintshaba.Abantu abamoyiki uThixo. Ndimthande xa esithi, yilibale ipast yakho because you will never change it but you can master your future.Rev Nkomfa ebesithi xa ethetha umve ukuba uyavangela ngoku kuthetha uThixo through yena... Hey Maan right through the day, ndizabakhaphukhaphu.There are few like him bethuna.Lale ngoxolo Qhawe lama Qhawe
I feel said n lonely
ungazonzakalisi sikhona sonke
Nthatisi Diana praying for you
Xa kukhala le goma andfuni kwaa mtana uzakwenza igxolo
yini bawo utsho kabhlungu lotata nimenzani ngk watsho kanje tshuu hamba mzion uhamba kanjani animoyiki na u Tixo
utsho kabuhlungu nyani yooo abantu abamoyiki nyani uThixo
Ndikhusele Thixo wam esisiphiwo sam sindibizeliintshaba
indicingisa umama wam ongasekhoyo ke le
cela uxelelwa I saveka njn ngoma lapha funa album ka nkomfa yango 2017
send me songs i will save for you 0724264751 whatsupp no
abantu basemhlabeni banomona abafuni kusibona siphumelela bazosilimaza silwele somandla.
💔🙌
aninazo ezinye izingoma zalo baba?
khondiphe
Unesiphiwo TAta yanga UTHIXO ungakupha amandla uyandikhuthaza maan
GOD bless you Bawo
Ndingayifumana phi
Cela onazo ngoma zika tata nkomfa andisendele yhini bawo
hamba hamba siyoni
Onkosi yam abantu abamfuni umntu ozizamelayo nide nimbulale ngenxa yesphiwo sakhe
mr Nokhwe cela undiphe yona plz
Jesus
uyandiphilisa lomculo kakhulu uphefumlo wam uxakekile
UNELIZWI ELIHLE UTATA UNKOMFA
Ukhonza phi uNkomfa Zion or wesile?
themba blayi doesn't matter ukhonza phi zonke lezingoma zishumayela Thixo omnye ziteta into enye one thing zohlukene ngokuculwa
Wesile
Bless y'all
😭
Shuuu hamba Tata yaphilisa yiphi lecd help me
i only have this song
cela nindisendele ngoma le uthi inene bazomlimaza nale ithi ndibon'amanxeb'esandleni tuu guyz
ndiyayicela bethuna plz