Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Unyanisile tata uyalahlekisa lo cc umendaweni engeyoyakhe
Uyasilahlekisa mama nam ndikulutha
Uyabhideka umama umDende..... kaloku imithetho wamasiko nezithethe asekwa kudala zinkode ukuba enziwa njani.... Ngokoke masicangcatheni ngeledlela ekwakumiswe ngayo kudala zinkonde.... Kuba sithi isiXhosa apho ithole litsiba khona litsiba kuba libona unina ngokoke masilandeleni ngendlela okhokho bethu zabe senza ngayo.... Uyicacisa kamnandi tata Hoho... Camagu Mzi kaXhosa
Uyagula lomama tata myeke yayenza emzini wakhe sobe sive ngomkhohlisi thina
Haykemama kuba awazinto ufanele uphixeka ngoba awlandeli masiko ngowke umamele utatu hoho akuvule inqondo lee zokuxelela ngendlela
Hayi bo!
umbuzo endizibuza wona mna.... umntu ongumama ungenaphi kwimisebenzi yotata njengoko esithi kutheni amadoda angenzelwa ngenkunzi ukuba wenzelwa umsebenzi... Kaloku umntu ongumama umsebenzi wakhe usendlini hayi ebuhlanti ngowethu thina bantu bangotata.... Ndibuhlungu xasiphikiswa ngumntu ongumama ukuba ngemela senza njani..... Hayi noko mama mdende ziyekele kuthi ezamasiko ezenu zisedlini.... Yhini ulwa nesini esikweni sikhona madoda
Mamtyham masithethe nam ndizalwa nguMamtyham kwaye anqabile amaMpondomise angaMatyham.
Enkosi Tata makungalahlekiswa Abantu bakuthi klk yhini
uyoyenza pha kowabo lonto myeke ebhuda enjalo tatu Hoho
Hayi uyabhideka ngoku umama umndende ngeke
Mamtyham lo uJola Mpondomse.Tata endalweni kwa indawo yokuhlala ifike ingafani,utata uhlala ebuhlanti umama eGoqweni ngoku le Ntetho ka mama sezothi masingene ebuhlanti singo mama otata eGoqweni .Kucacile uba kufuneka sibuzile mna andna mntwana uyoze aqatywe ngeThokazi okanye ngeNkunzi.Xa isini kuwe mama singathethi kulungile. Kodwa iiMfundso zakho
Lool hai mama wam uyndibhida nam hok🙉🙉
Ndanoloyiko ngoba sijonge kubo ababantu ukuba sinyise ulwazi kubo kodwa ngathi sakwenyisa intloya
lo mama ngaba bafike bajike amasiko yimizi yabo benze eyakokwakokwabo
Dr Mdende you will become irrelevant if izoqala ukutakataka phambi kwesiko, zibuze kutheni Wena kokwenu ungeyontlabi.
Kuba zange ubone ka klk uhamba sitya nyama
Leliphi na eli siko lakhe lenziwa ngemazi ye Bhokhwe? Okanye ngamani la enza kanjalo? Pha ku Centane zange ndayibona lonto, mhlawumbi ngumkhwa wase Mamfengwini
Lool hai nam phaa kuGatyane zange ndayivaa buti😅😅😅
Nam ndingo wase Cofimvaba ndiyizibula ngayo le yesini ezibhokhweni
Sisilahlekisa klk mama Leyo yibuze kwabakho abantwana yhini walahlekisa umzi