Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Ey Uyakhumbuleka kuMhlobo ngok asoze, ndandingayiphosi inkqubo yakhe, ethanda udlala ingoma at the same time her words were so informative. A true civilian
You deserve recognition in the history of nguni people
Mama umNdende owam umakulu wenzelwa inkobe kuqala ngemazi zangayamnkele,Wavela kutamkulu uba andinothi ndisebenze kangaka ndizilelwe ngemazi, wabe ke waye pointe unyana wake wesibini esapila uba Tutu uzundizilele ndakutshaba
Camagu tat'uHoho ndiyayiva inkqubo kaDr Mndende. Bendikhe ndadibana nesinye isiqwengana sevideo yakho enesihloko esiloluhlobo "UDr Nokuzola Mndende uthi makungasetyenziswa isini esikweni."Uba ndimva kakuhle uMazizi tatam uthi unento embhidayo into esithyilela ukuba udinga ingcaciso. Xa ebeka lentetho yakhe usebenzisa amagama anje ngo "umbuzo wam" into ethetha ukuba ulindele impendulo umama ufuna ucacelwa akafundisi. Ude athi "Khanenzene ireseach zintombi zam nonyana bam..." Akafundisi umama apha engathi ayilunganga futhi lonto. Ndicinga ukuba mna uze nesi sihloko ngenjongo zokwenza wonke umphulaphuli ebenombuzo onje aphenduleke emveni kokubuya kweresearch ebecelwe ukuba mayenziwe ngabaphulaphuli. Xa kengoku tatam wena unayo impendulo ndicinga ukuba bekufanele ukuba uyavela kumhlobo okanye ngokoluhlobo owenza ngalo apha ku youtube uphendule ngokwalendlela isintu esi singamcacelanga umama uMndende sisiso sizawutsho nathi bantu bebenemibuzo efana neka maZizi siphenduleke sibenolwazi oluqinileyo sikwasi ukuluphokozela isizukulwana esizayo.Eyoba uthi "UDr Nokuzola Mndende uthi makungasetyenziswa isini esikweni" andiyiva kakuhle tatam ngoba akatshongo ngalendlela uyibeka ngayo qha uthi akayiqondi.Camagu.
Indoda ayizenzi ngathi iyinkwenkwe xa ithetha, igqirha alizenzi ngathi lingumntu nje xa lithetha, umfundisi akazenzi ngathi ungumntu nje xa ethetha... UDr Mndende ke ligqirha elinetshoba, indlela athetha ngayo yeyomntu nje ongelogqirha... esiNtwini ujongwa ngendlela yokuthetha waziwe ukuba uyintoni, nokuba lonto kuzakuthiwa uyiyo ubayiyo ke ngoku ungeyiyo... usasaza ngathi wenza iintsomi umsasazi apha ubalisa ngaye kodwa inkqubo ayikho ngaye... ngumsasazi lo kwiRadio eNational makenze imizekelo engekho ngaye kakhulu...
zange athethe lonto uDr wayebuza...yimameleni kakuhle la video akathi makusetyenziswe isini wayebuza kutheni kukho umahluko nje
@@daluxolohoho6890Mandibulise ngokuzithoba nangentlonipho ndinguThembelani Mncedi uRADEBE ngapha kuGatyana namhlanje 27.06.20 bendimamele inkqubo ndinomdla wonxibelelana nomama UDr N Mndende eyam inumber 0735423951
Uyaluthandu chuku umo wakho. Yazba ndiyifunde le comment yakho yade yajikeleza nentloko yam- kwatshisa mehlo… Haai Bo Litha knoba wehla ke umoya wakho noki 5yrs seya dlula…
Ndiyabulela
Im inspired
Hayibo😲
Enkosi kwaxhosa
Ithini lengoma kuvulwa ngayo apha
Kona iculwa ngubani lengoma kuvulwa ngayo apha
Madlamini, ngowasekhaya lomntwana camagu
Ndiyabulela kakhulu
ndaphelelwa ngamagama mama
Tsii
Ey Uyakhumbuleka kuMhlobo ngok asoze, ndandingayiphosi inkqubo yakhe, ethanda udlala ingoma at the same time her words were so informative. A true civilian
You deserve recognition in the history of nguni people
Mama umNdende owam umakulu wenzelwa inkobe kuqala ngemazi zangayamnkele,
Wavela kutamkulu uba andinothi ndisebenze kangaka ndizilelwe ngemazi, wabe ke waye pointe unyana wake wesibini esapila uba Tutu uzundizilele ndakutshaba
Camagu tat'uHoho ndiyayiva inkqubo kaDr Mndende. Bendikhe ndadibana nesinye isiqwengana sevideo yakho enesihloko esiloluhlobo "UDr Nokuzola Mndende uthi makungasetyenziswa isini esikweni."Uba ndimva kakuhle uMazizi tatam uthi unento embhidayo into esithyilela ukuba udinga ingcaciso. Xa ebeka lentetho yakhe usebenzisa amagama anje ngo "umbuzo wam" into ethetha ukuba ulindele impendulo umama ufuna ucacelwa akafundisi. Ude athi "Khanenzene ireseach zintombi zam nonyana bam..." Akafundisi umama apha engathi ayilunganga futhi lonto. Ndicinga ukuba mna uze nesi sihloko ngenjongo zokwenza wonke umphulaphuli ebenombuzo onje aphenduleke emveni kokubuya kweresearch ebecelwe ukuba mayenziwe ngabaphulaphuli.
Xa kengoku tatam wena unayo impendulo ndicinga ukuba bekufanele ukuba uyavela kumhlobo okanye ngokoluhlobo owenza ngalo apha ku youtube uphendule ngokwalendlela isintu esi singamcacelanga umama uMndende sisiso sizawutsho nathi bantu bebenemibuzo efana neka maZizi siphenduleke sibenolwazi oluqinileyo sikwasi ukuluphokozela isizukulwana esizayo.Eyoba uthi "UDr Nokuzola Mndende uthi makungasetyenziswa isini esikweni" andiyiva kakuhle tatam ngoba akatshongo ngalendlela uyibeka ngayo qha uthi akayiqondi.
Camagu.