Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
The Lord Bless her .
Hayi amaGqirha akhoyo ngoku akasaboni!!!
Yehaaaake Dlamini!!!
Ndihlala phesheya e UK but ndisengula Mxhosa ndinguye, ayikho into enditshintshayo, isiXhosa sam siseyilanto yayisiso side sibe nobunzulu ngoku. Camagu!!!
Izinto ezininzi sezonakele ebugqirheni, kuthwasiswa nabeLungu ngoku bakhuphe yonke lonto ku RUclips!!! Ndiphuma e eKapa, ndingu MIYA.
Camagu bo Mama
Ndimthandaaa uMam' Dr. N. Mndende. iNdlovukazi, iQhawekazi, uZizi, uJama ka Sjadu.
Ngulo mama owandenza ndazamkela ukuba ndazazi andifani nabanye abantu. Ndamkela izihlwele zasekhaya
Camagu!!! Mna ndifuna ukubuza ngeziduko. Oo MIYA ngobani na???
Camagwini bo mama bam❤
Into endiyithandayo apha kuni kukuthetha ngesi Xhosa yonke into kuba sithetha nabantu bakowethu. Ii politians nezinye imfundimani zasoloko zithetha isiNgesi abantu bangeva zize zothuke xa zingafumananga amaVoti ebewalindele. Kaloku uninzi lwazo ngamaGqobhoka!!! Camagu!!!
Wow!
Mna ndeva ukuba oo Miya no Thole baphuma ku Zizi ozalwa ngu Dlamini. Ngoku wena ndiva usithi ungumzukulwana wakwa Miya???
Incoko ekholisayo nephilisayo kwezakwaNtu. Inika isidima nesithozela kwinkcubeko yakwaNtu. CAMAGU
Sis khawuyekele undwendwe luthethe ewe interact but khawenze njengo Ntsiki Mazwai 🙏🏽, please mnike i chance .