MaXhosa siyaphi iSizwe sethu?

Поделиться
HTML-код
  • Опубликовано: 23 янв 2025

Комментарии • 34

  • @daluxolohoho6890
    @daluxolohoho6890  5 лет назад +3

    Ndinochuku nje ndiyaqaqanjeeeeeelwa

  • @masixolesikolo2186
    @masixolesikolo2186 3 года назад +1

    Apha uGqirha inene ulwela amalungelo okanye yindlela ekwenziwa ngayo kwelakubo. Naye lotata makangayidungudelisi into yesini. Isini yinto yonke kwaxhosa. Qha ke kubuhlungu ngoba omama abasabamkeli ubumama bafuna ulingana namadoda.

  • @xolilesaba8910
    @xolilesaba8910 6 лет назад +4

    Tata u daluxolo hoho inye qha into endiythandayo apho kuwe ndithanda inyani nemibuzo nam ndinazo impendulo apho kodwake ungandibuza nam undibuze nge SMS mna ndinqinelana nawe

  • @bonneyg-s3816
    @bonneyg-s3816 5 лет назад +1

    Inkonde leithethayo ingathi uyoyika ukucelela uDr.Nokuzola uxolo,ndingaziyo ke phofu ukubakutheni engamceli ngenhlonipho ukuba makathi uxolo bethunana ndiyiphosili loondawo.

  • @xolilesaba8910
    @xolilesaba8910 6 лет назад +3

    Unyanisile tata lamadoda azisa indaba komama kufanje abekhwetha nje ngomama

  • @sakhumzinxele3340
    @sakhumzinxele3340 6 лет назад +2

    Ndisemndleni welentetho yalo Tata womelez' onokhontoni.

    • @drnokuzolamndende4069
      @drnokuzolamndende4069 3 года назад

      There are also some psychopaths who think that by attacking an international scholar they will be elevated. Some sell their books by creating false stories about this icon. I am a theologian and an expert in theology not just general superficial culture.

  • @siphe6335
    @siphe6335 5 лет назад +2

    Daluxolo lenqubo bekumele inikwe wena qha qwaba

    • @drnokuzolamndende4069
      @drnokuzolamndende4069 3 года назад

      He will never be in the same league as mine. Ngekhe andogqithe hence ekhala kwitouch line

  • @asivekonkenontombiwani6882
    @asivekonkenontombiwani6882 6 лет назад +4

    Lo tata uthetha eziphikisa kokoyika toro

  • @danmangqwengqwe8659
    @danmangqwengqwe8659 4 года назад

    eyonanto ndirhalela uyazi sube kusenziwani xa kuzoshwanywa kube kuxelelwe umntu onguMama ngemazi yenkomo ngoba ndazi ezilelwa ngemazi and akushwanywa ezileni

  • @xolilesaba8910
    @xolilesaba8910 6 лет назад +1

    Iyaphi intombi esibayeni umthetho uthi esesuka kulala nendoda ayngeni ebuhlanti akumbi xakwenziwa isiko

    • @daluxolohoho6890
      @daluxolohoho6890  6 лет назад +2

      Xolile Saba mna ndibethelela into ethi masiyihlonipheni into yokuba imizi ayifani ifana ngeentlanti kuphela

    • @xolilesaba8910
      @xolilesaba8910 6 лет назад +2

      @@daluxolohoho6890 injalo tata mayhlanitshwe ndiyawathanda tata amazwi wakho uyasakha nathi Camagu tata yhooo nam ndithatha I point apha kuwe🙋

    • @daluxolohoho6890
      @daluxolohoho6890  5 лет назад

      UKungafani kwemizi akuthi inkwenkwe ingayivele ibeyindoda indaziwa ngamadoda elali... Ngumzekelo ke lo ndiphendula ngawo... Intombi ayiveli ibe ngumfazi nje ingendanga...

  • @xolilesaba8910
    @xolilesaba8910 6 лет назад +1

    Yiza nazo mama kesive imvelo yakwantu

    • @siphamandlatsobo4637
      @siphamandlatsobo4637 5 лет назад

      😂😂😂liyandichaza ke elixhego alicengi

    • @mthembuholomisa7739
      @mthembuholomisa7739 3 года назад

      Lenkqubo yomhlobo wenene iphethwe ngungalonkulu olahlekisa isizwe sabantsundu makayokhokhela oomama bakalwesini ebandleni lakhe

  • @mpumezohaka6856
    @mpumezohaka6856 6 лет назад

    Tata ndicela u email le video to Management ye SABC imbi lento.

    • @daluxolohoho6890
      @daluxolohoho6890  5 лет назад +2

      Ndabhalela ehead office but ababonanto imbi apha ukuze ke ndiphele ndiyifaka apha, kuba abantu bazivele ngokwabo kuba uninzi, lenkqubo yenziwa belele...

    • @drnokuzolamndende4069
      @drnokuzolamndende4069 3 года назад

      That could help because they are very broadminded

  • @bonneyg-s3816
    @bonneyg-s3816 5 лет назад +1

    Kutheni lento ngathi uDr.Nokuzola unobuyilo nje.Ndiyamthanda ngoba unsipho sokusebenzisana nabantu qha unobuyilo pha naphaya.

    • @daluxolohoho6890
      @daluxolohoho6890  5 лет назад

      Shuuu!!!!

    • @drnokuzolamndende4069
      @drnokuzolamndende4069 3 года назад +1

      Zange ndalilo iyilo hence ndibold ndingathethi ekoneni njengamagwala Akhonya kufacebook angandijongi ngqo

  • @xolilesaba8910
    @xolilesaba8910 6 лет назад +2

    Ufuna ukundixelela ukuba intombi iyakwazi ukuyokha ubulongwe ebuhlanti lonto ayenzeki pha ekhaya yilonto eminye imizi ichitheka nje

    • @drnokuzolamndende4069
      @drnokuzolamndende4069 3 года назад

      I am broad minded into yokukha ubulongwe belongs to a certain level of debate and unfortunately am far above that level. I can’t even comment