Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Masibambe ngazbini 👏
Siyabonga tata ngolwazi lwakho ❤❤✊🏿 phambile ngesiXhosa
Ndicela Tata undenzele ivedio yezinto ezenziwa ngumakoti xa endile nje ngomendiso abayeni bempahla emfusthane ne Nkomo yemvumo andazi noba ndizibuza ngendlela echanekileyo na.Enkosi🙏🙏🙏🙏
Siyabulela baw' uRhudulu. Imfundiso yakho ifike kanye ngexesha elilo apha kum. UThixo usebenza ngeendlela ngeendlela...
Samnandi isintu !
Amakhaya akafani,eminye imizi ayisebenzisi kwaBhokhwe
Ndiyabulela. Ah Dalinzolo
EnkosiIngaba ukwamkele abayeni kwenziwa nini?
Ay Skhomo, Rhudula ,Mhlatyana .......uyaybetha ....usisisele senyathi.
Ndiyabulela bhuti ngokusicacisela. Ndicela ukubuza ukuba ithetha ntoni into yokutyiswa utsiki? Kwaye kunyanzelekile ukuba ibe yibhokhwe?
Ndiyakuva mna baw'uSkhoma
Enkosi baw'uRhudulu
Enkosi ngokucacisa umendo
Molo Tatamna NdiCela ukubuza ba umazisa njan u Mkhwenyana ekhayeni kulo ntombazana
Ingaba zonke ezizigaba ziyenziwa naxa kwenda uMxhosa(being the groom) nomTswana(being the bride)?
Injalo amasiko ethu ayafana kuye kwehluke nje izinto ezimbalwa
Ndicela ukubuza ukuba ingaba lenyama kuthiwa sisiphika isikwa ndawoni apha kulebhokhwe ixhelwa ngemini ka tsiki nangemini yokudliswa kwamasi?
Bendicela inumber yalotata
WOOOW hayi zigodukile zonke ezonkomo mosi uTata afumane ntoni yhuuu
Yhuuuu he sana 😔 uvile?
kusuke konakale phi de kucace ukuba akunaku tshatwa xa mhlambi oomakhulu besisibini bezalana okanye ingengo makhulu abazalanayo kodwa kubekho nje into ebazalanisayo?
Ndiyala ukuthwala kwakufudulwa kuthwalwa intombi ingazani nomfana leyovumelwana isuka kulamxhiphulo
Yavakala
Enkosi Rhudulu!!!!!!!!!!!!!!!!!
mna bendinqwena ukwaz uba inkomo eyimpokotho iyimalin ngob yangath azlingan ngenkomo ehamba ngenyawo
Kuxhomekeka ubuciko booNozakuzaku, neenkomo ezi zifunwayo azifani kwaye azilingani. Umzekelo inkomo kamama kulindeleke ukuba kubeyeyona inkulu. Zona iinkomo zempokotho zingaqala from R6000 ngokokshiyana kwazo
Yintoni uluncwadi
Zingaphi indidi zaluncwadi
1cow should also be enough
Cheap skate.....
Shem, just make it one chicken infact 😂
Ndicela ukubuza bhuti umyeni wam umama wakhe ngumaVundle nam ndingumaVundle. Ingabe ikhona into engenzeka phakathi kwethu .khona singenza njani ukucitha inyala elo .ngumbuzo
Haybo, Niyazalana moss...
Hayi sisi, nizizihlobo nina
Masibambe ngazbini 👏
Siyabonga tata ngolwazi lwakho ❤❤✊🏿 phambile ngesiXhosa
Ndicela Tata undenzele ivedio yezinto ezenziwa ngumakoti xa endile nje ngomendiso abayeni bempahla emfusthane ne Nkomo yemvumo andazi noba ndizibuza ngendlela echanekileyo na.Enkosi🙏🙏🙏🙏
Siyabulela baw' uRhudulu. Imfundiso yakho ifike kanye ngexesha elilo apha kum. UThixo usebenza ngeendlela ngeendlela...
Samnandi isintu !
Amakhaya akafani,eminye imizi ayisebenzisi kwaBhokhwe
Ndiyabulela. Ah Dalinzolo
Enkosi
Ingaba ukwamkele abayeni kwenziwa nini?
Ay Skhomo, Rhudula ,Mhlatyana .......uyaybetha ....usisisele senyathi.
Ndiyabulela bhuti ngokusicacisela. Ndicela ukubuza ukuba ithetha ntoni into yokutyiswa utsiki? Kwaye kunyanzelekile ukuba ibe yibhokhwe?
Ndiyakuva mna baw'uSkhoma
Enkosi baw'uRhudulu
Enkosi ngokucacisa umendo
Molo Tatamna NdiCela ukubuza ba umazisa njan u Mkhwenyana ekhayeni kulo ntombazana
Ingaba zonke ezizigaba ziyenziwa naxa kwenda uMxhosa(being the groom) nomTswana(being the bride)
?