❃ Te Deum ❃ Siyakudumisa Thixo , siyakuvuma ukuba ungu Yehovah ° ••☂ ♪♪♥ ♥••
HTML-код
- Опубликовано: 20 окт 2024
- Siyakudumisa Thixo,siyakuvuma ukuba
unguYehova
Umhlaba wonke ubedesha wena,uyise
ongunaphakade
Zonke iingelosi zimemeza kuwe,kwa
nezulu
nawo onke amandla akulo
Ikherubime neserafime,zimana
zimemeza
kuwe
seUyingcwele,uyingcwele,uyingcwe
le,Yehova,Thixo
wemikhosi
Izulu lizele kwa namhlaba,bubukhulu
bobugcwalisa bakho
Umhlaba obungcwalisa
wabapostile,uyakudumisa
Amakholwane amahle
aabaprofeti,ayakudumisa
Umkhosi odumileyo wabafele
wena,uya
kudumisa
ITemente engcwele kulo lonke
ilizwe,iyakuvuma
UYise!!!obukhulu bungenambaliso
UNyana wakho emnye,odumileyo
,otinen
Kwa noMoya oyiNgcwele,umOnwabisi
UnguKumkani wobugcwalisa wena
Kristu
Wena unguNyana ongunaphakade,w
oYihlo.
Uthe wena wakunyula umsebenzi
wokusindisa abantu,akwasidela isizalo
sentombi
Uthe wakuba weyisile ubukhali
bokufa,wavulela bonke abakholwayo
ubukumkani bezulu
Siya kholwa ukuba woza,ube
ngumGwebi
wethu
Siyakuthandaza ngoko,siza izicaka
zakho,ezithengileyo ngegazi ndwaba-
nye
nabagcwele bakho,ebugcwaliseni
obungunaphakade
NKOSI!!!sindisa abantu
bakho,uthamsanqelise
ilifa lakho
Bathathe,ubaphakamise,kude kube
ngunaphakade
Thina,imihla ngemihla,sikwenza ,khulu
wena
Sihlala sibedefa igama lakho.kude
kube
ngunaphakade
Sincede Nkosi!!!usilondoloze ngale
mina
singabi nasoono
Nkosi,z'usiphathe ngetaru,z'usiphathe
ngetaru
Nkosi itaru lakho ma lihle phezu
kwethu nje
ngokuba ithemba lethu likuwe
Nkosi ndithembe wena ma ndingaze
ndidaniswe
This is the best version of Siyakudumisa Thixo
My spirit has been lifted up after listening to this hymn, Thank you Lord Jesus Christ 😢❤🙏
praise The Almighty
This one is my best
Ndiyamthanda
I love Siyakudumisa😭❤
I love this hymn so much❤❤❤🔥🔥🔥
Proudly Methodist ❤ 😍