Mna Sino ndingomnye we Number one fans zakho xeim and I will keep spreading your music coz umnandi. The fact that I see how much effort do you put on your work. This song is peoples HIT and i worce kum iPersonal. Sisi ngalamazwi kukuthi qhuba suyeka bulela oko uthi kufumane ngelo xesha. NdiyiBukele impumelelo yakho sis and sewufikile ungabisancama. #BAYAKUTHANDA ABANTU SINO AND BAYAWUFUNA UMCULO WAKHO DO SOMETHING NGALONTO PLEASE.
I remember hearing this song on UCR FM last year. I searched for it but couldn't find it even here on RUclips. namhlanje ndayicinga,xa ndiyi search(er)....gqi!!! uyasebenza sisi ♡
Sinovuyo dimanda 😭😭😭🔐 your music is so amazing,umculo wakho usho ngaphakathy damn I assume that u one of the artists that deserves to be respected and recommended here in south Africa 😭😭 #good_musicimtellingyou
i fell in love with this song just a couple of hours ago in my Friend's car when he was playing it. Athi bra thanks man for introducing me to good music. Sisi i love your work! all the best!
Talent talent such a strong message in the form of music...kuthiwa kwaXhosa "umthathi uyawuzala umlotha". Lengoma inamamdla kakhulu kuba ibonisa into ethi nomlotha nawo ukhe uwuzale umthathi. Sifuna imvumi ezikumila kunje ke ezizidlayo ngolwimi lwesiXhosa, nezithi xa zivula umlomo sifude. Huuuntshu ke Qobokazana...Makwande!
I have played this song more than 100 times i swear 🤞. Im sad that i just discovered it thid few months ago. Sinovuyo you are one of the best South African Musicians you just need a good marketing manager
umculo indlela angalitshintsha ngalo ilizwe, intenayo abacula abaninzi abakwazi ukucacisa umyalezo ngomculo... lengoma everytime I listen to it ndiyayeka ucinga ngam qha for once ndicinga ngathi.. umculo wakho unamandla sisi I so wish angafikelela kwindlebe ezivayo kuzotshintsha indlela yocinga
WHEN I RUN UP A MILLI, I'M SIGNING THIS SAWWCE😭😭😭😭😭Tooooo nice on da Mic💯Vocal Fluctuations👌Delivery and Articulation👌 UNTSWEMPU MORE THAN EZI BHOKWE EZIKULE INDUSTRY!!!!
Yabona le ngoma ❤❤❤❤❤ yhuuu sisi well done. Umculo wakho uyandakha,uyandomeleza kwaye uyandikhulisa. Yanga u Somathamsanqa angakwandisela amalanga okuphila emhlabeni asikelele italente yakho. I just don't get tired of listening to your music ❤❤❤ makwande maan!
2024 siselapha 🙏🏽🙏🏽❤️😭 Sinovuyo umculo wakho sisi
It's 2023 and I still listen to this song ❤, I love it just can't get over your songs😍
2024 , who is here
all you needed was a good marketing manager
Qq
Qqqqqq
Ngqo
We failed her😢
This song carried me from the day I heard it. Thank you for sharing it with us, it's so soulful and rich. Ndiyabulela sisi🥺🙏🏽❤️
Still feel like she still has a lot to offer ,its a talent that needs to be protected ❤
This lady can sing to a person's soul❤❤🥺🥺🥺🥺😍😍😍🥺🥺🥺🥺🔥
She is singing to my soul😢
Who's here in 2020 into emnandi kanje qyiphelelwa lixesha....we shall pass your music to the next generation and beyond....well done Mthathi
just found my favourite Artist, woow isiXhosa simnandi maan.. intle nantsi into ephuma kuloSisi..
2024 and I’m still here . Timeless music at its best 🔥🥺
on repeat🎧🎵 ngyalithanda leliculo.
#ucula kamnand cic Snovuyo
Sinovuyo we are proud of you we love you ❤❤
2023 song won't die❤
Mna Sino ndingomnye we Number one fans zakho xeim and I will keep spreading your music coz umnandi. The fact that I see how much effort do you put on your work. This song is peoples HIT and i worce kum iPersonal. Sisi ngalamazwi kukuthi qhuba suyeka bulela oko uthi kufumane ngelo xesha. NdiyiBukele impumelelo yakho sis and sewufikile ungabisancama.
#BAYAKUTHANDA ABANTU SINO AND BAYAWUFUNA UMCULO WAKHO DO SOMETHING NGALONTO PLEASE.
2021 who's still listening to this song ❤️
2024 I'm still listening 🎧
2024 still love her music
i loooooove this song yho...Dim God is taking you far. the amount of wisdom and truth you put in your songs will change people's lives!
luya
like Wise🙆🙆🙆
I can't believe your music is so underrated. 😢 Your lyrical work! God bless you sis.
LWANDILE LUMKO Thank you
Kuzode kulunge
I still come here to find healing in this music 🙏🏿
I remember hearing this song on UCR FM last year.
I searched for it but couldn't find it even here on RUclips.
namhlanje ndayicinga,xa ndiyi search(er)....gqi!!!
uyasebenza sisi ♡
NgamaXhosa, wona anendlebe zosiva neengqondo zosihlalutya isiXhosa anetyala kuwe ntombi kaDimanda. Umculo wakho uthetha ngemeko esijongene nazo silulutsha, iimeko ezimaxongo eziwoselayo umzi kaRharhabe. Akwaba lowo ungentla kuthi angakusikelela ngandlelana zonke ukuze ingahamb' isima inqwelo yakho. Uyathandwa nguMzantsi Afrika
Ndiyabulela
Very underated
Sinovuyo dimanda 😭😭😭🔐 your music is so amazing,umculo wakho usho ngaphakathy damn I assume that u one of the artists that deserves to be respected and recommended here in south Africa 😭😭 #good_musicimtellingyou
Jadennkonzonumber Mfaku Thank you
i fell in love with this song just a couple of hours ago in my Friend's car when he was playing it. Athi bra thanks man for introducing me to good music. Sisi i love your work! all the best!
Niccoh Morwa Diago Thank you
My big cc! I love your songs
Ichubekile kwaye iqiqile into emlonyeni wakho sisi... I'm proud of you🌟
C C wam umculo wakho ndiyawuthanda qha ixhala lam kwelilize ayifunwa inyani,ingoma zakho zinenyani zitsho zivuse izazela ,Yanga inkosi ingakunika ukunyamezela kulomculo,keep it up cc wam.
Yho Sinovuyo umculio wakho maani....still remember ngo 2010 usifundisa life sciences e Js
Can't believe the power in this song 😢😢😢😢beautiful ntombazana
Talent talent such a strong message in the form of music...kuthiwa kwaXhosa "umthathi uyawuzala umlotha". Lengoma inamamdla kakhulu kuba ibonisa into ethi nomlotha nawo ukhe uwuzale umthathi. Sifuna imvumi ezikumila kunje ke ezizidlayo ngolwimi lwesiXhosa, nezithi xa zivula umlomo sifude. Huuuntshu ke Qobokazana...Makwande!
Masivuye Mpako nangoku Kunjalo Kanye Ndiyabulela
I have played this song more than 100 times i swear 🤞. Im sad that i just discovered it thid few months ago. Sinovuyo you are one of the best South African Musicians you just need a good marketing manager
With this song you don’t even need ukuba ngumzali because uyenze yamameleka even noba ungumntana not only to abazali❤well done still fav😊
IsiXhosa simnandi kodwa. Her voice gives me goosebumps😍
umculo indlela angalitshintsha ngalo ilizwe, intenayo abacula abaninzi abakwazi ukucacisa umyalezo ngomculo... lengoma everytime I listen to it ndiyayeka ucinga ngam qha for once ndicinga ngathi.. umculo wakho unamandla sisi I so wish angafikelela kwindlebe ezivayo kuzotshintsha indlela yocinga
Yhoooo sanas I will pray without ceasing, God will take you places the world will know of uSinovuyo Dimanda.Ndikuthanda ndingakwazi....
August 2020.. And I am still here.. Enkosi sisi ngalomculo 🙏❤️
I have no idea what she's saying but I know this song word for word and I'm inloooooove…well done Sinovuyo
😍😍😍I'm crushing on this woman...I can't get over this song..
Iiiiiiyo umuntam
I can confirm uba iksasa lethu emculweni lisaqaqambile,sibamba ngazo zozbini qhawekazi❤🙏🏽🙂
Ei sisi I dnt understand why ndingakaze ndakuva. U are too good
WOw, what a beautiful and powerful song!
Ndiyabulela
WHEN I RUN UP A MILLI, I'M SIGNING THIS SAWWCE😭😭😭😭😭Tooooo nice on da Mic💯Vocal Fluctuations👌Delivery and Articulation👌
UNTSWEMPU MORE THAN EZI BHOKWE EZIKULE INDUSTRY!!!!
Just heard this song for the fist time on radio. Indeed isiXhosa simnandi what a beautiful song.
I love this song Jeeeeeez!!!!! Deee seriously you talented!!!!!
wooow my god, bukade upi nomculo omnandi kangaka.. love your songs very much
Aphiwe Madikizela Ndiyabulela kakulu
my mom's favorite Xhosa song in the industry # 🎶🎶🎶🕓🕠🕣🕕🕕🕔🕣🕣🕤🕝in the future industry of music
Ndiyayibulelela kakhulu
Sinovuyo Dimanda it was my pleasure😘😘😘😘
Sinovuyo Dimanda I showing this to Mom she looooooooves your music💖💖💖💖🎶🎶🎶🎼🎼〽🎶🎤🎤🎤
Undibulelele ku Mama
I thank you so much for this song.this is a master piece it touches souls😍😍😍
uyagadlela sisi wam, awunantanga
Khuselo Mhlakaza awe
To all those who hate it y'all truly don't know music
wow my ccter u remind me of Thandiswa Mazwai, great work
wow sis I'm impressed ....uyakwazi ucinga lo sis
You shake my soul 😢
Yeerr what a nice song and why i am hearing this for the first time
Yabona le ngoma ❤❤❤❤❤ yhuuu sisi well done. Umculo wakho uyandakha,uyandomeleza kwaye uyandikhulisa. Yanga u Somathamsanqa angakwandisela amalanga okuphila emhlabeni asikelele italente yakho. I just don't get tired of listening to your music ❤❤❤ makwande maan!
Mawancanywe bethuna amaXhosa! Incasa elapha😭😭😭😍😍😍😍😍 yhini Bawo! Ndibawela uku bona ku Buyel'ekhaya ke next year!😊😍❤️🔥🔥
I have been here all day healing
this is so great I played it more tha 10 times😃
The wisdom 🙌.. This is true art from the heart, big ups maFaku.. Love from UFH❤️
Ndiyabulela kakhulu
Lengoma ngumbongo ondi shiye nentliziyo ebuhlungu, zinzima imeko esiphila phezu kwazo, ingaske ongeka zali angabi sazala.
yeyona ngoma ndithandayo ke lena kule albam yakho sisi.........ukuyiva kwam ndadigoduka ndisiya Eastern Cape........yhoooo zange ndiyive nalondlela
esethu melane Ndiyabulela
kufisela intlahla sisi uqubeke muhle umsebenzi wakho owenzayo
keep on,this is so toutching,love yooou
Khabuye sisi marn😊❤️👌
I almost cried listening to this.... Iyinene uMthathi uyazalwa nguMlotha
Karabo Mothlabane me too 😘😘😘😘
wow wow you are the best🥰🥰
wow i cant stop listening to this song
me too stharharha 💋💋💋💋❤❤❤💙❤💙❤💙
Cula imeko ezenzekayo kwi family zethu 🖒🖒🖒🖒
February 2022 still a hit❤
Indeed
wow!! amazing talent ,this song is touching me deeply..kudos Sinovuyo for your marvellous work!!
Thank you so much
2021 who is here for Snovuyo?
Betha sambe mtasekhaya hayi wenza kakhulu kuthi mandiku xhawule, simamela nooTata kunye ñooMama bethu apah uyasakhaya mtase
Sakhisizwe Bala Ndiyabulela kakulu
Now we speak of pure lyrical musical
Sonwabile Ntuli
ndiyabulela kakulu
Giyani we approved it....ha nkhensa swinene sesi wa mina
making us to be proud being xhosa
Lengoma iyandikuthaza❤
Hey i'm Kenya & i can't hear here Isixhosa but She is one of the best ....
master piece 😭❤
One Of the underrated Artist 💔
wow. legoma iyandi touch'a shame..
Great song Sinovuyo
Enkosi
South Africa has given birth to yet another star. Camagu.
Please drop another single or album sis sino🥺🔥
So inspired 😍😭😩😩
Addictive 😍😍😍❤️❤️
Tonight! I was introduced to you , and I heard from the comments , “all you needed was a good marketing manager “ let me be that … Yoh 🎉🙌🏼
2022 still this lady does it for me😭😭😭😭😭😭😭
HAY MANN THIS SONG IS TOO BIG FOR YOU SANALWAM UKHALISA ABANTU ABADALA KANGAKA
Wow.I love you sisi❤
Tik Tok salute uwona obeke la❤️
Cela nimamelise abantwana lomculo😭😭😭🔥
Am still listening to this song
i just had this song now yhoo 🔥🔥🔥
JESUS THIS GIRL MARA 😭😭😭😭SUBSCRIBED
You're such an inspiration!!!
Ndiyabulela
Still my fav👌❤️
We miss you sisi buya❤😭
Wow❤
all the way from tik tok
Fav🎶❤😭🔥
we miss where are you im listening to your songs
Thanks to my brother who introduced me to this woman
my mum introduced me to the song
I never understand why is she never included in Buyela ekhaya that's always take place in East London 🥺