in New York 2022 this song 🎵 reminds me of the time I had my son my first born at 27. things were said about me ba ndilidlolo kodwa Thixo wandibabala ngendlalifa yamathile bazoVuya
Hay sino uyawenza umculo ntombi umona phantsi, I wish wonke umntu emzantsi azive iingoma zakho ndilala ngazo ndivuke ngazo keep it up girl u are flying from now on wards
in New York 2022 this song 🎵 reminds me of the time I had my son my first born at 27. things were said about me ba ndilidlolo kodwa Thixo wandibabala ngendlalifa yamathile bazoVuya
It's been a while sisi please give us more love through your music... Can GOD make a way.
My Soul Sister what a nice song "vuya"...I'm so proud of you mntase...Big up
Trucking to Cape Town from Jozi waking up with this lovely voice (vuya) 🚚🚚🚚
Ndiyabulela kakhulu
👏👏😍😍keep it up ngezibhalo zakwaNtu cc
2024 ngathi andiniva niphi good people🥰😇
Hay sino uyawenza umculo ntombi umona phantsi, I wish wonke umntu emzantsi azive iingoma zakho ndilala ngazo ndivuke ngazo keep it up girl u are flying from now on wards
Marazo Hughes ndinga nam iAfrika ingandipha Ithuba Ndiyabulela
Ndiyakuthanda sisi. Enkosi ngokusisikelela ngalomculo❤❤❤
Woooow... Your voice woman. its out of this world
each and every song you sing u on point.
I love you
WENZA KAKHULU SINOVUYO U BAWO MAKAHLALE NAWO YESES THIS IS BRILLIANT!
Enkosi
good song sisi wasekhaya #XHOSA'S ARE GOOD
2023 still listening Sinovuyo's Album
Stiil listening
love you so much ,ur music is about the real life us xhosa people we live
Luthando Myezo Enkosi
Phambili ntombi yoxhosa👏👏👏👏❤️
just found my favorite artist..
nam
Ngxatsho mbokod'okusila, uzele noba awuzelanga uyinxalelwane yethu, uthanda ungathandi ungowethu thina manxilengoma, ufuna ungafuni umculo wakho uncasa okobusi. Zibambe ziqine ntombentle ngelolizwi limyoli okwechule leZibazana liyiyizela.
Yho siswam ndithanda ilizwilakho lelasemakhaya nqo mtase ndikuthanda kakhulu sisi vha
Enkosi
Ndikunqwenelela impumelelo. Umculo wakho ufikela kwinkalo zonke zeli. lifumaneka phi icwecwe? Uthandiwe ndim!
Qhina eliqhosha liqhath'abaswelingqondo yokuqiqa bakugqiba bathemb'uQamata ..... yhoooooo*, nilungise bethuna kodwa indisikelele lendawo
this line thou yhooo
HLUMISA BELINDA Xakaza enkosi Ss ithi qhinga .. ekuqaleni
owh qhinga leqhosha.... enkosi Sino
Why am I just seeing this now in 2018 while was uploaded 2 years back!
❤❤🔥 nam ndiyizele indlalifa
Sino cc God has blessed you.
2023 the message is still relevant ❤
in love with this song
Brilliant 👏🏿
like dis song . landawo yendlalifa yamathile
❤
2024😢
This is for my son
Ndiyabulela
2:24