Ingoma zamagqirha: Mam'Ncotshe- Ithamsanqa
HTML-код
- Опубликовано: 12 сен 2024
- Camagu gqirha lam!!!
Mam'Ncotshe, Ndala, Thole, Momane, Msun'undumbile.
Esombola esithi, "Likhona ithamsanqa". Igqirha elinesandla esihle kumhlaba wase-Qunu KuSakhela eMtata.
Please subscribe and hit the like button!
Akuliboni nawena ithamsanqa....likhona ithamsamsanqa...bakhona abatheth'emoyeni ✨️🙏
Mna ndirhalela ukuchola I Album yakhe umama umamncotshe
Camagu! Ndavele ndaphila
🎉Soze ndende nal'ithamsanqa
Ngiyabonga.
ndiyamthanda umama Thandeka...🤗🤗🤗🤗
Camagu 🤟🙏
Camagu
Ewe likhona ithamsanqa 🌟
(Ewe
Lo mama wombela apha ngowaphi plz
NgowaseQunu kuSakhela