Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
What a powerful message,Mam K sigciniwe nabantwana bethu esandleni somusa wenkosi yethu Jesu kristu Amen
Waze washukunyiswa umoya wam yile massage, enkosi Moya Oyingcwele. NDIGCINIWE lizulu ndiyinkedama ndingenabani ndingenanto ndingenamva ndingenamphambili. Kodwa NDIGCINIWE. AMEN mama K. God bless you.
Amen cc yazeyandiphakamela🙌
Shu!🔥🔥🔥yho sigciniwe Mama,yhu ndiyaweva amandla ogcinwa!😭😭
Enkosi kakhulu Mam K, ndiyabulela kakhulu, u Thixo akusikelele nendlu yakho 🙏🙏🙏enkosi ngenkuthazo, ndiyabulela 🙌🙌inene sigciniwe 🙏
Thank you mama for such an anointed and inspirational message ❤
Hallelujah mama Kwatsha Siyabonga kwaye siyaphila ngamzwi enkuthalo amen mama from Nomonde Thame
Jesu nkosi mam k sigciniwe hei siyagcinwa
Mam K,undinika ithemba lokuhlala ezwini ukuze ndigcinakale, Wow that was awesome❤❤
Amen mamawam 🙏🙏
Jesus is the lord
Aaw Nkosi Yam... Enkosi Mama for undivuselela
AMEN LORD
Hallelujah hallelujah hallelujah 🤚🏼🤚🏼🤚🏼
Amen mamK sigciniwe indeed🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙏🏾🙏🏾
Siyabulela mama wam 🙏🙏
Amen 🙏
Ungahleki omnyumntu ehamba kwimbandezelo ungamhleki 💔😭🙏🙏🙏
Ndagcinnwa ngexesha leCovid.I thank God Almighty
Ndigcine Nkosi 👏👏👏
Sigciniwe kuyo imbandezelo🙏🏻
Sigciniwe kuyo imbandezelo 🤚🏾ndibulela ukugcinwa uhlabelele mother intliziyo ikrazukile
Enkosi Mama K sogciniwe ngenene😊
Siyagcinwa..
Enkosi Mam K sigciniwe sibulela ukusikhumbuza
🙌🙌🙌🙌sigciniwe
What a powerful message uThixo akusikelele mama. 🙏🙏🙏
Amen🙏🏿
Shuuuu mam
Ndibulela ukugcinwa phakathi kwe mbandezelo