Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Yoooh Hai Yobha uyi Vibe yourself I have enjoyed your Vlogs and your Xhosa traditional clothing umuhle nyani
Thanks so much babe♥️🥰
Hayi jonga Yobha I like your vlogs you are very detail awu robhi Sana you give as the whole picture Sana keep it up❤❤❤
😅😅 I want to give you details and quality😅❤ Enkosi mntase😊
Kukulo mamam ke kuGaduka. Yintombi yakwa Mgolombane yena. Iyatyiwa ke inyama apho akudlalwa and izibaya zakhona zifumile. Every occasion inombhaco wayo ke sana. I looove them so much. Thanks for the Vlog mkhaya(Upper Mjika zilali zam)❤🎉
Wow kuhle kuGaduka ndingaphinda nangomso😅😅❤️
Hayi sana vele khumbule ekhaya kemna kwakuhle kwaxhosa❤❤
😅😅Makugodukwe😅❤️
Uyivibe ❤
😅😅Uyayiva😅❤️
Yheee sana sowukwazi upheka igusha epheleleyo😅
Ndingumendi fondini🤣🤣
Isixhosa sihle nyani❤❤ I truly enjoyed this vlog ❤
Thanks so much❤️
Uyi Vibe sana Milani i love it here❤
Thanks sthandwasam😅❤
Haybo lalihle isiko lakwelo Cala asizazi thina ezi zinto ngapha ❤❤
Yewethu yantle into❤
You really are enjoying your holidays umakoti wa kwa Chaza
Kumnandi ekhaya
I'm new and I love this house
Welcome home Zee😅😍❤️
Weather yaseEC sana incami qheleke kuyabanda kuyanetha iyayicedi njabulo shame, mhle lomsebenzi haybo baphumulabantu
EC weather iyabhora Kakhulu shame especially December yayiqeda injabulo serious
Nice and long ❤
I’m trying Yhuuu this thing is not easy kukuthanda izinto qha😅❤
Hey hay uyasebenza cc,mos kuyafana upheke wedwa qpha❤❤
Yandi kubusy😅❤️
Yantle into ❤
Yhesisi❤❤