Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Akwande kwa Vusilanga no Bhele 💞 🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼💞
I’m one of those who thought intindili is an animal , thank for broadening my knowledge
I'd like to request music to be witched off, we can't focus and listen properly. Otherwise, great explanation thanks.
Camagu Mkhulu mna ndiyithenge namhlanje but ayithakwanga ndiyithenge nge R20,ndayazisa kwi ancestors zam nje ngomyalelo bendiwunikiwe after that ndiyifake kwi wallet yam hope izakundinceda nakwi business yam,makudede ubumnyama kuvele ukukhanya.
Khathele ukuhlupheka... im doing this reserch...
Camagu hayi ndizivele ngokwam imisebenzi yentindili makhube cosi kubehele dedubumnyama vwlekukanya 👏
Hi can you please explain me again about ukucinisa umuzi da lady was so fast with her muthi explanation thanx
Eyi uyantlonta u sarcastic kakhulu wena mkhulu lol. I like that, I'm still waiting for my parcel.
Send me WhatsApp with your details
Ndicela UKhe ucacise nge mermaid ukuba yinto ekhoyo na kwaye ingaba ikho physical okanye spiritual
Uphalaza kanjani nge intindili
Mna tata ndiyifaka emalini yam,akhonto ndiyithake ngazo ,kuba ndingenalwazi ngayo
Thokoza ngicela kubuza ngingayitholaphi intindili ngise Goli ngokomsebenzi
Zinika umdla izinto esifundi swa ngazo qha andiva nge nxa yomncula unayo nje indawo ephaza misayo xandi mamele
I tried to reduce. I will further reduce... Thanks for feed back
Ndinayo le ntindili guys ndiyifumene elwandle ayikasebenzi
The music is compiting kanti incazelo yakho iright always
Eish nami ive been having problems with the music we can't focus to what he's saying its disturbing
Mna ndisacelubuza xangabe unendoda ayiyichasanga na
Bawu Bhele ingaba sikhona sikhafulo sentindili ?
Thokoza mkhulu. Ngicela uke uchaze ngokuthwala ngemermaids.
noted. in one of the deconstructions we will attempt that
I don't wanna be missed by that episode
Camagu intindili ndingayithenga phi apha eKapa? Okanye uyaythengisa nawe?
Andilazi iKapa tata. Thina asinayo. Amayeza esinawo ngala aku www.vusilanga.co.za
Kukho indawo yesintu ekuthiwa kusemThweni, phaya kula Shoprite use Charlesville opposite nase Montana. R10.
@@nontumbaleki9406 icheap ne🤔
Thokozani nam ndisacela ucaciselwa ngomsebenzi wentindili ,nangothwala ngomermaid ndiphazamiswa ngumusic ndiyaxolisa
Khawuchaze ngeSbunge
I will in one of the next videos
Akwande kwa Vusilanga no Bhele 💞 🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼💞
I’m one of those who thought intindili is an animal , thank for broadening my knowledge
I'd like to request music to be witched off, we can't focus and listen properly.
Otherwise, great explanation thanks.