Solanga, camagu! I'm a recent or newly subscribed member. I went through your interesting & mind captivating Website. Whilst at it I spotted the Intlanga ze Mali package... Ndinomdla wophosa imibuzo ngayo, kambe ke ikwayi topic yayo le uthetha ngayo, Langa: 1. Ndingakwaz uyi order i package leya, ngengamanye Amayeza or kufanele ndyosetyenzwa apho Usebenzela khona, Solanga? 2. Xa ndingu mntu nje ophangelayo, ongena ngeniso ethile yabucala, oxhomekeke kuphela kuMrholo. Kungancedisana Nam kufakwa Intlanga ze Mali? 3. Masithi, I'm a Forex Trader or Studying to be One, zingandinceda ngandlela ithile IIntlanga zoMnotho? Camagu Langa lase Lenge☺️
Camagu tata: 1. Even though besingathanda ukuba uze kuqatshulelwa apha ekhaya, we know imeko ngelinye ixesha azivumi. Siya kuthumelela amayeza 2. &3. Iintlanga ze mali zenza ukuba imali ikuqhele ikwazi ingaku baleki. In both cases ungancedakala.
Mna ndifuna ntlanga zemali tata
this is so informative tata . thank you.
Mna ndifuntlanga zomsebenzi ndingenzanjani?
Tatu Bhele mna ndifuna intlanga zomsebenzi
Ndicela uqonda bhele ndiyazifuna intlanga zemali ufumanakaphi plz
Thatha inumber , bakhona abantu ababesebenza no Tatu Bhele, since yena sewashona😮
Where can I find music playing in these videos? Beautiful spiritual stuff 👌🏼
Song(Brunerville)
Camagu MXhosa 🤝
Thanks so much 🙏
Hallow tata mbhele oyafika e Pretoria centurion naa? Ekuphi i chemist yakho mina ngise Pretoria i want to know
Order online or via WhatsApp... www.vusilanga.co.za
Camagu tata bendicela zona intlanga ze mali ndiyasokola
Camagu langa kuboni bhele langa loku lunga🙏
Ngikhathele ukusebenzsa amayeza umehluko angiwubini
Tata. I'm gambling on line and working on sale can I use awa mayeza ?
Solanga, camagu! I'm a recent or newly subscribed member. I went through your interesting & mind captivating Website. Whilst at it I spotted the Intlanga ze Mali package... Ndinomdla wophosa imibuzo ngayo, kambe ke ikwayi topic yayo le uthetha ngayo, Langa: 1. Ndingakwaz uyi order i package leya, ngengamanye Amayeza or kufanele ndyosetyenzwa apho Usebenzela khona, Solanga?
2. Xa ndingu mntu nje ophangelayo, ongena ngeniso ethile yabucala, oxhomekeke kuphela kuMrholo. Kungancedisana Nam kufakwa Intlanga ze Mali?
3. Masithi, I'm a Forex Trader or Studying to be One, zingandinceda ngandlela ithile IIntlanga zoMnotho?
Camagu Langa lase Lenge☺️
Camagu tata:
1. Even though besingathanda ukuba uze kuqatshulelwa apha ekhaya, we know imeko ngelinye ixesha azivumi. Siya kuthumelela amayeza
2. &3. Iintlanga ze mali zenza ukuba imali ikuqhele ikwazi ingaku baleki. In both cases ungancedakala.
Ndiyabulela Solanga, ngengcaciso, Camagu!
Camagu,ngyayithanda lekhombo,ufumanekaphi
Ndise East London. Check details at www.vusilanga.co.za
Camagu Bhele,Mna ndifuna lecombo yentlanga zemali,Ndinebussineses zam endizenzayo kodwa hayi Bhele zihamba kancinci....I really need this combo🙏
Camagu bhele nxa Imali kuwe ixakekiele ifunwa ngaphanangapha not uba aybonakali iphelelezandle but I busy lonto yenze Imali ingahlali kuwe wenzanjani
Uyichaze kahle Bhele
Ngicela ukubuza uma ugembula ziyakusebenzela yini izinhlanga zemali
Ndinomdla kakhulu ngezindaba
Hi Cole plzz 0815911126
Molweni Tata cell no yakho
Tata oyakhona okuthumela e pep intozakho naa?
Nangona uPEP is slow and less professional, we still use it when umntu prefer it
Camagu Khehla....
Niphi apho nikhoyo ngaba niyafumaneka apha ekapa?
Sise Monti, but we post.
Enkosi kakhulu so wenze njani xa kukho into oyifunayo? Any watsap numbers
@@kgotsomnqumeni7274 visit www.vusilanga.co.za. Imithi ilapho, you order. If ufuna contact details, nazo zilapho
Khnisincede nge numbers cell phone
@@vusilangalaselenge3969 :O
Mina tata ngifuna lo oselwayo obulala yonke into engene ngaphansi nedliso le othy ibulala yonke into
Yintoni ubungozi bazo
They don't have ubungozi , as kusetyenziswa amayeza ahlukeneyo okidontsa intlantla
Sanibonani nami ngiyafisa ukuba nemali ingene ngidlala ilotto ngiyagembula ngizama yona imali namahashi ngiyazama kodwa kunzima . Ngicela ukusizakala nami kodwa ngicela ukwenzelwa nami kumnyama impela ngingabonga
Please Inbox (Facebook)
Nam sacela ungundi nike zontlanga sejozi
Number zakho ndiyazi funa
Check on www.vusilanga.co.za
Camagu mkhulu kwanga kungakhanya
Camagu mkhulu
Ngicela ukubuza utholakaphi ethekwini DBN anginayo tu inhlahla
Sibonge