Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Batsho kamnandi xabekhwazomavulakuvaliwe,wandichukumisa utatuGatyeni eculakamnandi,uphiwe ngwevuyam kwande Ndondela bakuphahle ngakumbi ogatyeni,chosi mhlekazi,ngamlibalanga uCamsholo,shlwele sogobhozi tatuZwelibanzi,bakuthathe bakubeke obhayi tatam,makhosi🙏🙏❤️
Undiculela kamnandi utatuNdondela camagu tatam kubechosi kubehele uphiweyonkinto ngwevu yam,kwande mamuNonkundla ,chosi mhlekazi👏👏👏
Camagu bhay nyoka ecandi isiziba
Camagu mama mhle umsebenzi wakho ,wanga amanyange akho angakomeleza
siyabulela, camagu, makubenjalo
Camagwini zhlwezihle zamaMpondo kuhle Mzali ndizani Mamam
Amen msoto
Camagu bahlekazi