Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Nobandandino fikusoluswa ndandinonqanda mfo wasesithathwini yazi ndandinofunga phambi kwekhulu lamaxhego ndithi wena uzelwe uyindonda....true artist hayi abagayoyo bazalismabala...
Buthi wam ndiyawuthanda umculo wakho shem 😻♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️ Cela iphelelodepression ayoyakho yinike uThixo 🙏🏾✨ continue with your good work
Nyange Lesihobe Siyabulela🤝I thankyou GOD ngobom bakho simbone .🤝🤝What a time to be alive🙂 Tsiyo Tsiyo nkos yam.
Nkulu ka Nomkhala 🙌🏿🔥🔥🔥🔥🔥🔥isihobe lubizo
Inkosi yesihobe madoda, ihule lengoma EY kumnandi maan
Yeses!! Ndiyaphila Sithathu
Uyi ndoda kwedin🙌🏿
Talent
where can i find your album bhuti uyaphlisa umoya wam
Hey 👋 Wena gayoyo uyawaphetheni
Yazi ngelinye ixesha izinto ezenzekayo ziyaxaka andazi kutheni ungekho phazulu,ngobani andimboni umntu ohamba nawe ngalento unguphopho
Silapha Mntan' Omgquba
Awe💥
Unyana wakwantu enkosi ntoyakuthi ngalomuclo wakho wohlukileyo utsho kamnamdi phaya kulandawo eminye imiculo ingafikiyo khona
EY madoda 🔥🔥🔥
Camagu🤝
uphilile sani qhubeka mtle umsebenzi owenzayo kwaye uyaphilisa
Wandinika ithemba hai mandipush
Makubenjalo King
Wayibeka mfo
Nobandandino fikusoluswa ndandinonqanda mfo wasesithathwini yazi ndandinofunga phambi kwekhulu lamaxhego ndithi wena uzelwe uyindonda....true artist hayi abagayoyo bazalismabala...
Buthi wam ndiyawuthanda umculo wakho shem 😻♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️♥️ Cela iphelelodepression ayoyakho yinike uThixo 🙏🏾✨ continue with your good work
Nyange Lesihobe Siyabulela🤝
I thankyou GOD ngobom bakho simbone .🤝🤝What a time to be alive🙂 Tsiyo Tsiyo nkos yam.