Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
OH I FEEL THIS SONG PHAKATHI KIMI.CAMAGU
Ndiyimamela almost everyday le ngoma yhoo❤❤❤
Iyakuphilisa mntase 😊?
Inxeba lona lisekhona kodwa ke kuyadlulwa Faku ndinithanda into engapheliyo kodwa Camaagu!!! ❤️❤️❤️
camagu, enkosi ngala mazwi aphilisayo
camagwini bantu abadala mhle umsebenzi wenu yange amanyange akuni anganani lonke ixesha nikhuseleke apho nihambakhona❤
siyabulela, camagu
Ndiyi mamela qho kele ngoma camagwini mama ❤🎉
camagu
Camagwini Mpondo oku Mhlophe kodwa Chosi
Siyicula oko nonyanam ndinamawele ziintonbi ndiyitandela wona ndyanitanda boo Faku❤❤❤❤camagu
siyabulela, camagwini, ubulise emaweleni, aphile ngonaphakade.
Thetha ngesingesi mfazi endingamaziyo
Camagwini❤ndinamawele azintombi ndithi who xandiphelelwa ngamandla ndimamele lengoma ndibona ukuba kusekude mandiqine ngoba ndinamawele ekufuneka ekhulile...iyandiphilisa
camagu, ngabantu aba special abo, kuzode kulunge wena
Sibulela amanyange ngani mama 💞💞 you have brought a new meaning yobugqirha to the nation 🙌
sibulela kumathambo alele ukuthula
First time seeing them today❤...Love lived here sana ❤️🔥💝... Ngabaphi na bethuna?
singabase Bhayi
❤❤❤❤
Rip faku
I ngifaka emoyeni lengoma ❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤
mabaphile abantu
Camagu MaFaku