W🅾️C_ 🅿️rophet Mndai The🗣️MOTIVATOR🗣️pt(1-3)🩸️

Поделиться
HTML-код
  • Опубликовано: 18 сен 2024
  • Lenkonzo ikhuthaza umntu ukuba makathembele kuBawo ukuze noBawo azakumthemba. Intembakalo yiyo ebangela I-bond kumntwana nomzali wakhe. Xa uthembakele kumzali wakho kulula umzali lowo izinto zakhe azinikele kumntwana wakhe ozakuziphatha ngobunono. I-bond ibangela nothando olungahana-hanisiyo, ikwabangela ngokuba umntwana abenempawu zomzali wakho. Lomzali wethu sisonke nguBawo wethu oseZulwini, thina sibane bond naye ngokwam Kela umoya wakhe

Комментарии • 9