I used to be obsessed ngale ngoma, ukuze ndithenge ialbum yalo tata. Year was 2010/2011. Ndiyibethe igqumze kwerini, ndibile ndibe manzi!! Indaba yokusweleka kwakhe indothusile. Ndiyive namhlanje, nakhona kuba oko bendimamele iigoma zakhe since ekuseni. Ndiva emalanga uba akasekho kuba ndiske ndafunds icomments. Hayi ke noko kundidanisile ukusweleka kwakhe! yhini kodwa!!
God also needed him next him in heaven... Remember the song say "lawula impilo yam" so Mr Gcwabe couldn't wait to be an angel next to God.. Rest in peace Tata
Rest in peace tata your music made an impact in many lives you were very strong GOD worshiper we still love you where you are in Heaven continue rest in peace Tata enkosi kakhulu ngemvuselelo zakho
2024 still rocking
Truly born again and feeling great in God's presence
Gone but not forgotten Tatu gcwabe uyibekile induku yebandla ❤🙏
I used to be obsessed ngale ngoma, ukuze ndithenge ialbum yalo tata. Year was 2010/2011. Ndiyibethe igqumze kwerini, ndibile ndibe manzi!!
Indaba yokusweleka kwakhe indothusile. Ndiyive namhlanje, nakhona kuba oko bendimamele iigoma zakhe since ekuseni. Ndiva emalanga uba akasekho kuba ndiske ndafunds icomments.
Hayi ke noko kundidanisile ukusweleka kwakhe! yhini kodwa!!
Yonke la album sisi ethi "kuyabonelelwa" indikhumbuza back in 2007
The song "Yebo Nkosi" yandenza ndathenga i CD yakhe
Today I thank God for your songs because they boost my spirit,rest in peace man of God ❤
Rest in Peace Pastor Gcwabe, we will miss you
God also needed him next him in heaven... Remember the song say "lawula impilo yam" so Mr Gcwabe couldn't wait to be an angel next to God.. Rest in peace Tata
I miss you Tata. May you continue to rest in peace. I'm still loving and listening to your songs
Siyabulela Tata ngale ngoma. It's 2022 and I'm still listening to it.
wooow iyandisikelela oh my God
Ndivuke nalomhlabelelo ukuseni. ....Enkosi Bawo. .....ndisindisiwe ndiphilile. .....
I'm The Child of God Woman Of God HALLELUA
You rocked the world Pastor its like I will see you again
Ooh lavuka lalitsha inxeba...ooh mkhonzi😢
Latsho kamnandi elolizwi lika mfundisi Gcwabe layotshona . Lala phumle tata
Rest in Peace. you did fight the good fight.
Ndophi igazi namanzi siyabonga NGO mnqamlezo thank you jesus nge voice yaloTata.
May His soul rest in eternal peace.Eloliizwi.Enkosi
Continue resting in peace Tata, thank for blessing us with this song ❤
💔💔💔Ndophukile emphefumlweni ngaphakathi luhambo lwakho Dr.Gcwabe tjooo yhini Thixo elolizwi lakho lisisitshotho 😢😢😢😢😢Kulungile xakuyintando ka Thixo Rest in peace Pastor Gcwabe💔
I literally get healed and have so much gratitude to GOD
I'm here in March 2023. What a gem. Thank you for this song, day made.
All his songs r unique ,they r the rocket in the broken hearts.
Amen
Umhlaba uyafihla. Miss you everyday sir. Continue to rest in peace Sir.
damn this song takes me back!! Waay way back!!
Rest in peace tata your music made an impact in many lives you were very strong GOD worshiper we still love you where you are in Heaven continue rest in peace Tata enkosi kakhulu ngemvuselelo zakho
❤️👌umculi ohambaphambili 🙌
This song 🎵,enkosi Bawo ngosindisa impilo yam
Menze apumle ngonapakade nkosi umkanyisele ngokanyiso olungacimiyo wow lotata uyandisikelela
Moya wakhe ulale ngoxolo
Rest in peace Man of God
❤
Ulale ngoxolo babe
Oh Jesus moya Oyingcwele Yongama Enkosi Mntaka Ngcwabe umpefumlo wakho uLale ngoKuthula Apho uKhoyo🙏🙏🙏🙌🙌🙌🙌🙌
Rest in peace Tata
Menze apumle ngonapakade nkosi umkanyisele ngokanyiso olungacimiyo wow lotata uyandisikelela
Rest in peace, I still feel blessed by ur music
Ulale ngoxolo mr Gcwabe
Lala kahle siyohlezi sikukhumbulo kodwa uyibekile induku bandla ngomusic wkho
R.I.p baba wethu ugqatsho ulufezile siyabonga.
U have done the will of God,may his soul rest in peace.
May your soul Rest in Peace
Lala ngoxolo UThixo akusikelele yindlela yethu sonke
Amen in the name of Jesus Christ our lord
Rest in tata ingoma zakho zinomyalezo
😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭 UThixo Was Unfair Ngoku!!
Rest in peace tata we will mic you 💔
AWU .
Rest in peace. I loved his music.
You home.
Yeah hay this time I feel like God was not fair at all😭😭😭RIP Qhawe
siyabonga ngo mnqamlezo
R.I.p tata uthixo ubeyazi ukuba awusoze ukwazi ukunyamezela intlungu zakaloku nje ngoba eyakho indlela uyisebenzele kubuhlungu khona kodwa phumla ngoxolo
First of all, how cool is this man? !😭🫵🏽
💞💞💞💞
Lala ngoxolo amen
Enkosi tata 🙏🏿🙏🏿🙏🏿
RIP Pst💔💔💔
💔💔💔💔💔😭😭