Lord please continue to carry me through this Upcoming year, it has not been easy but I held on to my faith in You Almighty. Please don't forget me and my mom 😢😢😢 I trust in you over everything. Enkosi bawo ngazo zonke iintsikelelo
I love the song so dearly. Akhonto emnandi ngokucela into ebalulekileyo emehlweni ka Thixo. God is love Himself. The bible says if we fail to love our brethren then we don't love God. Powerful song bhuti Lutsha. This is a will of God.
Ooh maan... ooh uyandisikelela lomhlabelelo Nkosi yam. Yhini Nkosi yam...nalo eloGwijo, lingatsho elo gwijo Nkosi yam😄 Ngumthandazo wam lona Nkosi yam, help me God, pls Lord ngokomfuziselo wakho. Olo thando lwaseZulwini only u God can help me wf this kind of Love even when there is hatred, Teach me to Love❤
Kuth mandikhale yaz ngifikelwa mfesane kukho bant endingabathandiyo kodwa ndith to dai ngiph olothando ndithand ndisho tshaba lwami qobo yhoo ayi uyacula shm yolelo phambile brother lv u a lot
Enkosi kakhulu bhut Lutsha.. Ingoma yako iyandisikelela kakhulu indenzA umnt ongcono day by day coz i cannot go a day without listening to it... Ndibathande ngentliziyo yam
LE NGOMA INDICINGISA NDISHIYWE NGUNYANA WAM NGO APRIL BESISITHI XA SIZOHLALA SIY FAMILY SICULE YONA QHO SIDIBANA ENKOSI Lutsha Yolela this song touches my heart
❤m very blessed ngale Ngoma kusuka konke okubuhlungu enhlizwen yam♥️♥️♥️♥️♥️🙏
Ndibathanda bonke Nkosi yam ngoba wena undiphe olothando,oh Moy'oyingcwele!I love you,Jesus,,,ngenxa yakho Mvana yeZulu iimpilo zethu ziphelelisiwe noxa thina sibona ngathi siyasilela nje,,,,siyabulela Kuwe Jesu 🤲🤲🙏
Lengoma ndiyive kwi Mvuselelo yoMhlobo Wenene FM. Ku Rev Faleni and Sis Nomonde.... Kodwa, ezinye ingoma, ayizongoma, kumthandazo...
Thank you sire
Iyandivuselela le ngoma
Iyandivuselela le ngoma indicingisa abazali bam abangasekhoyo
Ewe Mbongi maaan eish........ nam ndiyive kwimvuselelo and I loved it so much.
Ngaphandle ngomculo wokholo bethunana liyintoni ihlabathi? Yho itsho kulandawo, ukutya komphefumlo gospel music
Ndiphe nam bawo olothando lwakho ndikwazi ukubathanda bonke notshaba lwam ndiluthande njengoba ndizithanda
One song I just can't get enough of definetly a Gospel classic well done sir well done🙌
Iphilile nyani mfowethu
Lord please continue to carry me through this Upcoming year, it has not been easy but I held on to my faith in You Almighty. Please don't forget me and my mom 😢😢😢 I trust in you over everything. Enkosi bawo ngazo zonke iintsikelelo
Uyasho ngephimbo lwakho elimtoti,iuangibusisa lengoma💓💓🙏🙏🙏🙏🙏💓💓
Yavuselela ndodenkulu noba umzimba ubudakumbile kodwa uthi wakutsho ndizive ndisemandleni haleluya
oh ungandlibali Nam undphe oluthando
I truly loved this song & I feel blessed when I'm listening to it
yhey lengoma has so much meaning in my life right now
I'm listening to this song before we go to 2021.....wish there could be collaboration between you my brother and SbuNoah
Powerful song, I don't understand a word there, but my spirit is surely being uplifted😇😇😇😇🥰
I love the song so dearly.
Akhonto emnandi ngokucela into ebalulekileyo emehlweni ka Thixo.
God is love Himself. The bible says if we fail to love our brethren then we don't love God.
Powerful song bhuti Lutsha.
This is a will of God.
Xa ndibuya kwi Night shift ndivuselelekile🙏🙏🙏❤️❤️❤️❤️🤗🤗🤗
Aw Nkosi yam ndiphe olothando ndibathande noba kunzima Nkosi yam 😭😭 wooow kodwa lo bhuti watsho lamnandi mfo
Very nice song, indenza ndiziqonde uba I still need to do more ebomini bam eliminating ukuba nabantu ongabathandiyo for no reason.Thank you Tyhopo
Ndibathande bonke njengoba nam ndizithanda,2021?❤❤❤😭😭😍God Bless You Sir👌
Ndiphe olothando ndibathande bonke ngo mphefumlo nangengqondo God bless you
Oh Nkosi yive imithandazo yamu. This song so deep, so powerful
ndiphe olothando ndibathande bonke abantwana basekhaya ngako konke endinako ndibathande ngenhliziyo yam Enkosi bhuti wam uyandithuthuzela God bless you ngolothando lwakhe
Ewe Tyhopho, moya wam uyaphila nakwintshaba Zam uyandomeleza Xhamela, may god gives you more power to forward!!!
I can't believe ndiyiva kulonyaka le ngoma and I can't get over it
2021 still glued here❤️🥺I just love this song tjoo❤️🙏
Jehovah ndiphe olothando ndibathande bonke nditsho nentshaba zam .
imvuselelo by Rev Faleni Brought me here
Nam
le ngoma iyandibusisa madoda. kwek bawo ndiphe olothando , ndibathande . ow nkosi senze bawo sikuthambele okufunwa nguwe ngelothando lwakho. athi kwincwadi kampostile uyohane bonani olothando olungaka asenzele lona
hayi uThixo uhamba nawe Tata ... yibambe I keep on listening on this song I just feel blessed
My late granny song, xa esithi masithandazeni, siguqe bantwana bam sibulele, siziyaleze kuThixo.
Ooh maan... ooh uyandisikelela lomhlabelelo Nkosi yam. Yhini Nkosi yam...nalo eloGwijo, lingatsho elo gwijo Nkosi yam😄 Ngumthandazo wam lona Nkosi yam, help me God, pls Lord ngokomfuziselo wakho. Olo thando lwaseZulwini only u God can help me wf this kind of Love even when there is hatred, Teach me to Love❤
Oh Lutsha ingoma yakho inditsho emanxebeni kunga ndingakhala kakhulu mtanam,Nam ndiyalucela olothando Nkosi yam ndide ndithande notshaba olu lwam.
Amen Tata yandibusisasa lengoma
ooh jesus ndiphe olothando nkosi yam enkosi bhuti ngokusikhumbuza🙌👏👏
Nice song with energy and a message.May Almighty bless and keep on blessing
Khumbuza u Mampinga I Archbishop yam engasekhoyo,Bawo woooow
oh! Nkosi nam ndiphe oluthando ndibathande bonke ngomphefumlo nangengqondo nangamandla onke
LUMEKAKAMVA NO ISIPHILE songs
lutsha yolela song's
Iyandivuselela le ngoma
Ndingafanelana Ndiphiw'ukuthetha,Nje ngezithunywa zezulu; Luthand' eyona nto. Imandi kakhulu ngumthandazo ine Power Amen. Mr Yolelo
thixo ungandishiyi nam ndiphe olothando Amen
Yhooooo bhuti uyigqibile intshumayelo!! Enkosi ngale ntshumayelo uThixo akwandisele
Wooow ndade ndayifumana kunini nddayikhangela...eNkosi bhuti...mandithande utshaba kwam njengoba nam ndizithanda... wooow ndyabulela Nkosi
ngomphefumlo nangengqondo nangamandla one... yes Lord
uThixo akubusise tata
ndiphe olothando god I can't stop crying lonto ndisemsebenzin thixo asikelele
Iphilile lengoma bethuna...Yhoo Nkosi ikusikelele Bhuti....Ndiphe important
"ndiphe olo thando ndiba thande bonke, ndithande utshaba lwam, ndithande um'melwane wam, njengoko nam ndizi thanda, ngako konke endi nako nanga mandla onke" .... Amen, nam bawo ndicela olothando ....
Kuth mandikhale yaz ngifikelwa mfesane kukho bant endingabathandiyo kodwa ndith to dai ngiph olothando ndithand ndisho tshaba lwami qobo yhoo ayi uyacula shm yolelo phambile brother lv u a lot
Yhooo bhuty andyaz namhlanje ngomamela lengoma ndotsho ndbenoxolo yandvuselela tata
Siyabulela mtase ngalo mnikelo, can't get over it, iyandi busisa and you stay blessed.
wow... Kuyaphilwa apha, Yehova mhle unsebenzi wakho..
Oh! Nkosi Yesu. siyabulela bhuti wethu, watsho kamnandi
Ohhh nkosi yam ndipi olothando nam ndibathandi bonke...... siyabulela Tata big up
I can't get enough of this song#Powerful
God Bless You Sis
Ndiphe Olothando ndibathande bonke😇😇 I love the song Bhuti wam
this song bless me a lost it teaches me something Love all your neighbour
Iyandisikelela bethuna ngoma zama Wisile ziyatsho UThixo akusikelele
Enkosi kakhulu bhut Lutsha.. Ingoma yako iyandisikelela kakhulu indenzA umnt ongcono day by day coz i cannot go a day without listening to it... Ndibathande ngentliziyo yam
I blessed by this song. Its just so vague. Love conquers all😭😭
I am blessed by this song ....oh praise Lord
This is a prayer enkos bhut iyathetha m blessed
Oh nkosi yam ndingaze ndikwazi ukuzithanda na iintshaba zam njengoko ndizithanda... Lengoma ifike kanye ebomini bam xa ndiswele uxolo nothando, ndincedise mesiya olingileyo undibuyisele ezozinto zimbini. Enkosi Lutsha ndilila yonke lemihla xa ndiyimamele kunye no Njenge bhadi...
Ey awuwedwa mntase ndikulomeko nam
Ndiphe olothando lwakho nkosi ndithande utshaba lwam Ey nkosi yam yandisikelela bhut
Ndiphe Baba ww God thnx f this song, Mzantsi luvd it s mch
Ndicela olothando nkosi yam iyandisikelela le ngoma wow
wow kuza njani ukuba ibe kokuqala ndiyiva mna. ....Indichukumisile andifuni uxoka, ubusisiwe my brother
woow l lv ds song....kp it up Xhamela uBawo akpe amandla ngakumbi
Ndiphe olothando ndibathande bonke yatsho buti God bless you 🙏
Iyandivuselela le ngoma andilali ndingayimamelanga🙏👌🏻🙌🏻🙏
OMG khawundiphe alk yehovah olothando lokuthanda utshaba lwam🙏
Siyambulela uBawo ngawe ngokyalezo onje ukuba namandla. Kudala ndiyiva le ngoma kumhlobo wenene - at last ndide ndayifumana. Enkosi Bawo!
Aawuuuuu🤗🤗❤❤❤Nkosi yam lomhlabelelo Nkosi yami. Thetha nam Bawo, thetha nam Smakade😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭
Nam ndicela oloThando ❤❤😢😢
Ewe nkosi siphe lomandla ❤❤🙋♀️🙋♀️🎤🎤
Wooow what a powerful song bhuti..ohhh ndiphe olothando Bawo ndibathande bonke
Indiphilisa emoyeni le ngoma ibe worse ibe yeyentwana yam from my rural area ekhulele kum.Ndithi kubo Lutsha kwedini yase Mooiplaas eNyara.
Ndicede Thixo undixhase ngamandla okuthanda nalabo abandivise kabuhlungu. Uthando ngumyalelo wakho Nkosi!
oh god Thnx u 4 a beautiful voice we need voice's like this 🎶💞💞❤❤💏💜👏👏
Nkosi plz bless this guy Lutsho you bless me yooooh!
Some songs just make me sad...they just bring a lot memories. Some sad some happy
uza kakuhle Lutsha,this song is just woow
Oh ndipe baba olotando ndibatande yeyi nditade utshaba lwm haibo nkoc ym ndalucela moyongcwele
...ngomphefumlo nangengqondo,nangamandla onke...kwekh,Somandla!
Nice song Bhuti .thixo bakakuthwale
Ingoma yakho indiphilisa emphefumlweni wam. Ndiphe Olothando Bawo ndibathande bonke
LE NGOMA INDICINGISA NDISHIYWE NGUNYANA WAM NGO APRIL BESISITHI XA SIZOHLALA SIY FAMILY SICULE YONA QHO SIDIBANA ENKOSI Lutsha Yolela this song touches my heart
Xolo tog. A thousand hugs
Own ndenze nkosi nam ndibathande bonke...kunini ndiyifuna iyandisikelela
Mmmmm iyangbusiza ever since ndayiva kwimvuselelo, ndenza sure ukuba bengena otata uFaleni nomomdez ngingena ngayo cz if andiyvanga ndiphoxeka
Ndiphe Olothando ooh Nkosi yam imnandi lengoma yandiphilisa
oh ndive ndisomelela yilengoma ndiyiphindaphinda oko kuba iyandibusisa ngokwenene ingumthandazo kum kuba bendingasathandazi kodwa ndive ndisomelela ndimthemba uthixo. ndayeka uthandaza soswelekelwa ngumntwana kodwa ndive ndixola
Ndiyabulela Moya oyingcwele lengoma iyintshumayelo
yhoooo iyandivuselela Bhuti Ndiphe olothando Ow Nkosiyam uThixo akusikelele Brother
Ndiphe Bawo ndibathande bonke iyandivuselela xa kukho okubi emoyeni wam ndithi ndiphe Bawo oluthando noba bathini ndibathande
oooh nkosi yam...ndithande utshaba lwam sumthing dat is hard to do...ohhh bawo!
This song blesses me.. thank you tyopho ngomculo wakho omandi
siyambongela sisi
Ngiphe lolothando nkosi yami amen
Ai ngath nkulunkulu angandiph nami oluthando ndibathande bonk ai nkosi ndibathande ngomphefumlo wami
I'm so blessed really nice song
Alunzima bhuti wam olothando uthi wojonga ummelwane wakho ubone ukuba akukude ezulwini kunzima nokuba akujonge phofu awuyazi oyenzileyo .Wombulisa akho mpendulo. UThixo makasincede ngolo thando
Bawo lengoma iyandisikelela noba ndinoyimamela mini yonke😭😭😭😭
Lutsha yolelo Tyhopho mna chomi🥰❤
Wow this blesses me every day I listen to it
the more I listen to this song the more I love it
Amen tata Yalezo umculo wakho uyandivuselela
RIP Nokwakha Rafani,will always lv u
Lengoma iyi soundtrack yobomi bam ukususela mhla ndayiva kwiMvuselelo. Indenza ndifune ukwenza ngcono ukuthanda abantwana bakaThixo. Ndibulela ngokungazenzisiyo. Inkosi ikusikelele...
Nontuthuzelo Nqabeni nam cc
ndiphe olothando yhoooooooooooo❤❤❤❤😭😭😭😭