Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Phefumlela Thixo wethu,Xa sithandazayo kuwe;Sidalel ubom’ obutsha,Ma sikhanyiselwe nguWe.Siya buv’ ubukho bakho,Ukho, ukufuphi kuthi;Siya liv’ ilizwi laKho,Uya theth’ uMoya waKho.Kristu, mThetheleli wethu,Siph’ uMoya onqhinayo;Asixhase ngenyaniso,Xa isoono sihendayo.Z’usinyamezele bawo,Sakuxakwa yintliziyo,Ethi nok’ indlel’ iyazi,Ib’ ithanda ukunxaxha.Xa singenawumb’ umlobo,Onokuvelana nathi;Z’usincede mThuthuzeli,Kuphel’ izoyiko Zethu. Amen
Usebenzile mnganam
💙💙
😭😭😭😭
Phefumlela Thixo wethu,
Xa sithandazayo kuwe;
Sidalel ubom’ obutsha,
Ma sikhanyiselwe nguWe.
Siya buv’ ubukho bakho,
Ukho, ukufuphi kuthi;
Siya liv’ ilizwi laKho,
Uya theth’ uMoya waKho.
Kristu, mThetheleli wethu,
Siph’ uMoya onqhinayo;
Asixhase ngenyaniso,
Xa isoono sihendayo.
Z’usinyamezele bawo,
Sakuxakwa yintliziyo,
Ethi nok’ indlel’ iyazi,
Ib’ ithanda ukunxaxha.
Xa singenawumb’ umlobo,
Onokuvelana nathi;
Z’usincede mThuthuzeli,
Kuphel’ izoyiko Zethu. Amen
Usebenzile mnganam
💙💙
😭😭😭😭