Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Thixo akunangqaleko,Thixo akunangqibeko;Ukho eendaweni zonke,Ukho ngamaxesha onke.2. Phaya ezinkwenkwezini,Ukho, Wena, ezulwini;Wab’ ukade sel’ ukhona,Xa zingekabikho zona.3. Zoda zigqibeke zonke,Kuthi tshabalala konke;Ube Wena ungapheli,Ube Wena usahleli
Bese bangaculi kuvakale amxilongo ne dance moves 😁one heart one way❤️
Yiyo; Reminds me of home NCD 0700 WG
Thixo akunangqaleko,
Thixo akunangqibeko;
Ukho eendaweni zonke,
Ukho ngamaxesha onke.
2. Phaya ezinkwenkwezini,
Ukho, Wena, ezulwini;
Wab’ ukade sel’ ukhona,
Xa zingekabikho zona.
3. Zoda zigqibeke zonke,
Kuthi tshabalala konke;
Ube Wena ungapheli,
Ube Wena usahleli
Bese bangaculi kuvakale amxilongo ne dance moves 😁one heart one way❤️
Yiyo; Reminds me of home NCD 0700 WG