ITYALA LAMAWELE 2
HTML-код
- Опубликовано: 12 сен 2024
- Ityala lamawele is about a conflict over who is the rightful heir between Vuyisile's twins, Babini and Wele. The story shows how the AmaXhosa people went about solving legal and traditional issues in the past.
Ngiyabonga angideli ukuyibuka indlela abakhuluma ngayo yenza ngiziqhenye ngolimi lwesintu nokuzigqaja ngamasiko esinto siyabonga❤❤
We must keep on embracing our culture. Nowadays, there are people who keep on dividing Xhosa nation. Ityala lamawele needs to be televised for our kids to know the true history & to conquor fabricated believes dat encourage divisions amongst our own people
2024 still watching ❤️❤️❤️❤️
Can you help me with watching it in perfect order😢
Ndiyakubulela ngokusiphathela elibali libaluleke kangaka elinemfundiso ngesimo sentlalo yakwaXhosa. Linzulu, lityebile futhi limnandi. Ngase kubenendlela elingagcineka ngayo ixesha elide ukuze nabasezayo babenokuzikhela nto kulo.
Kuhle KwaXhosa!!! Kuhle kwethu!!🙏
We need a remake of this movie with high graphics
I've thinking that
2021 Still watching. The language used here is priceless.
Timeless bhuti😢😢
Akhobali okanye inqubo endenze ndathanda isiXhosa , ndazingca nobakuba yindoda yomXhosa ingathi yile❤❤❤❤❤❤
2022♥️still watching🥲
Ndiyazingca ngobuXhosa bam 🥺
2024 ndiselapha..andiliphosi usuku❤
Before europeans came n disrupt us we lived a pure life we lived a happy life we was connect with nature n our create then booom the devil came n disturb our peace
They didn't force you to copy their ways though,you choose to adopt the way they live..
@@mabhodlelajj1195 Christianity was imposed on black people as a tool to conquer them. Study your history b4 replying ngokuxoka.
They did force us...
@@mylife-miseni5496 how did they force Christianity on black people?They beat you up and forced you to believe in jesus or they introduced it to you?Ngathi the word "forced" you don't understand it's meaning.Also I don't know why out of all things you choose religion,coz mna I was talking about way of living generally. You adopted their ways of living on your own coz you saw they were better.You can go back to wearing animal skin and live koo ngquphantsi and not use their technology if you want,no one will say anything coz no one forced you to adaopt western ways of living to beggin with.
@@mabhodlelajj1195 Mxm! It's worthless debating with a Coconut like you🚮
Imagine, we were not working for them, now we do.
Wemajola wemajola phumetilongweni that song iyandivasa❤❤❤❤❤
2020 but still watching 😂😂😂😂😂ndiyalithanda tyala lamawele
am watching in 2021
Lol Im watching in 2024
Love this show. I'm looking to buy the full series or the movie from SABC.
How do you go about purchasing it?
I mean the full series from SABC
You should also buy Ingqumbo Yeminyanya, Inkedema and Linempoxo ke isiko. They are nice Xhosa dramas
ewe ibuyile ke ngoku enkulu 😂😂.2022 still here. hayi
🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣
ithi yakutsho ingoma ethi "Somagwaza" kuvakale intlungu nevelaphi yendlela.
2023 still watching ❤
#XhosaNation
2021 still watching this I wish I was born in this Era 😭😢💔would an ancestor by now 🤣🤣 #Xhosa #HeritageMonth
Me and you both 😁
2023 18 JUNE i'm here to say peace to everyone who loves this story
My little cousins are so excited to watch it...
From high school reading the book but still watching 1976
These will never fade away...
Hayi uphekesa ndingathi ngumdlali oyintloko apha kwelibali uyandihlekisa ngumntu londingathi uzamela kuye uphopho esebenzisa ubabini
2024 still watching
2019 but watching
Our Black People were united and they had unconditional love for eachother but today is too bad
Yintsumantsumane lee🤣🥰❤❤❤❤ our Xhosa nation❤
Ndifuna i full movie yalo elibhali ndilithanda kakhulu I'm still watching in 2020
I still love ❤this drama
Bekumnandi emihleni yokhokho kodwa madoda
limnandi kodwa elityala lamawele.qha ndiqhitywa ngulo mama kuthiwa ngu mamqhashu hayi ngesikhwele ngo bawo uvuyisile.
2022 am still here when i have time khe ndizikhumbuze , tsii amaxesha obumnandi awaotshelelwa
Yhe Mntakwethu liqalaphi kuba ingathi sele liqhubile ...ndiyakubongoza ndicela uyifake iphelele kuba andisifumani esasiqingatha apho amawele la azalwayo kanye kanye pha ekuqaleni iyokuthi gungxe kwisiphelo...
untyilontyilo😂😂😂... i mean baphi abanje ngoku😅😅😅... seningosodibana late nina..
a husband with Weles personality 😋😋😋
2018 but still watching ❤❤
Ip
2019 futhi siselapha.
A#sssdsssss
2023 🔥
Eyona nto ke, ziseza kudla iimpama zikaBabini 😂
oh man andsamthandi uphekeza this story never bores me shame
asanda busakwe yeke!! yitsho uphinda
Asanda Busakwe ,Bengasoze kubemnandi apha uPhekeza engekho
Somehow everytime I watch this story, I have fond memories of Barkley East
Aw uphi Upart one madoda phambi kokuba baye esuthwini?
please man can you upload it
king natie
king natie uyafuneka
Imvelaphi entsokothileyo yakwa xhosa.eyonamfundiso yakwaxhosa.from dj lacosta05
Ndaze ndakuva zwi ndini!!
Ndaze ndakuva zwi ndina!!!!
Brilliant actors kodwa madoda
Indeed its so real
Kodwa Phekeza khuzeka khehla hawu😂😂😂😂😂
Ooh madoda;sisadla nge ndebendala
2023 still watching ❤❤
hàahaaàhaaa uPhekeza yandigqiba uthi ava ava
Amanda Lele Sure
kodwa ke umgqaliso hayi ebese yingene ngenyawo ezinodaka into zasemandzothweni kaloku ungusibali phaya bekumele alandele emvakwamandzotho ngokuyena ufuna ukukhokhela oko
Lool ubaw'phekeza is my role model kanjan
2021 still watching
❤❤❤
Today just decided to watch this story, hope it is as exciting as people claim,, Oct/ 31/18
Limnandi
I am watching it now
@@nathimkhondwane8245 injani ke
In celebration of the Heritage month in 2020, can one use screenshots from this video? Is there any copyright infringement in using those in screenshots as background to a video creative?
Where to watch part 1 please 🙏
2024 sayibukela
2022 i am still here
Mele sibuyele embho, silahlekile. Abantwana bethu baya kulwaluko qha, abafiki ebudodeni
😂😂❤❤ngiyathanda kakhulu
IsiXhosa drama series
first episode please
Mgqaliso naye kodwa ukona u Lalo uyeke esibhanxa u phekesa. Nguye ongena e koyini engu Mpandla ekhona amaNzotho
Phekesa sihleli kahle nabamelwane later oMgqaliso bandiphethe kabubi 😂😂😂
2021 ndithanda uphekeza 😂😂😂
Bayayala aba Tata.
we need more!!!🙏🙏🙏
Inkulu yamanzotho ngu Babini qwaba.uwele ke lo umangalela ilize.
28:06 No animals were hurt during the making of this film.
How?
You never watch all episodes ryt?
haaa haaa uyazigqantsa umpandla akayithandi ubawo kazi u Phekesa umpandla akazazi uba ungu Sibari apha
How do i download
whaaau liyafundisa suke cinge xa sele ngabantwabakho aba
Madolo mangie Lihle Madolo
Kwakungekho nokukufa kungaka before
Kutheni ingavumi uku downloader kum khanincede bahlobo
28:44
"Khaniwavule la makrwala akhe abethane kucace elikhulu" hahahaha u Tshawe uyathelekisa
🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣😆😆😆😆
Ndiyamthanda ubawu Tshawe❤
IsiXhosa sisiXhosa asinakujika. Kumnandi ekhaya
"esikabani ke isishumane, nasishumane esi kuthwa ngo nkamfu"
Ohhhh Ninani Wow ❤😞🙏😍
How can I download the full series?😭
Part one?
"oohhh...iyavuthwa lembiza ebekudala uyipheka"
Bongani Nontso lol best line
what did he mean by that line?
Xhosa language from way back
Hie have you deleted 1C
usile kodwa uBabini tyhini uyageza
kukuthini ukugeza?
Uphambene nyani
intle ke le nzwakazi ekuthiwa nguThuthula
Bongani Nontso Hhayi,unyanisile bhuti
Kwakumnandi kudala hay le yenzeka ngok.
Luyanda Jodwana mnk mnk mnk...yitsho uphinda mntakwethu thina Bantu bangok asilihloniphi tuu usiko lwethu....tyhin uthi yini nale
Giving a hot 5 like that it looked so real
utheni ulucangwana wakuyisa kuye lenyewe ?
nam bethuna
😂😂😂😂😂uphekeza 😂😂😂
Ufun' ubethwa uPhakiwe
Ngamaxesha akudala
MaMgqwashu uyazitshela 😂😂😂
hebethuna uBabini noNonkwekwezi
+lulamela fosi uzocula intyilo-ntyilo,,,lol
2024-08-01❤❤❤😢
Lol hay phekeza akayifuni family yakulomamqwashu
2021 🤗
Baphila bom bude bantu banje ngophekeza ke
at 43.37 he is smoking a pipe upside down :-) Why sometimes do they smoke with mouthpieces but mostly not?
Upside down doesn't happen, he looks drunk and tired.
The mouth piece is a convince, but not sometimes they smoke with out it. It often gets taken maybe for cleaning. The piece also reduces the flow, while without it you get huge amounts of puffs at a time.
@@olwetuphendu4383 Enkosi Kakuhle! do you smoke Inqawe yourself?
⁰
Umamgqwashu mane ndisifa phinde ndivuke😂😂😂
Ulwimi lwenkobe
Untyilontyilo🤣🤣🤣
Nyabile uWele kodwa
Akanyabanga ululamile
kkkkkk lol uphakiwe
Babini eyinkulu nje uyinkulu