Yhoo senimane nimisa ngo tata wethu u Mpinga no Marko 16 vs 15 enamnka kudala kwi Gospel Church of Power RSA Funani igama lenkonzo yenu ninga confuse abantu Uqhekeko u Thixo uyangqinelana nako? Ngomhla wokugqibela nozofika u tata Mpinga no mama wethu Mamtshawe behleli estulweni sokugweba The only person owavuswa ngo Marko 16vs 15 ngu tata wethu Dapula qha noba ningayifanisa ayifani kwalento nibiza iminikelo kwi media ayiyo eyakwa Mpinga sorry
Yhoo senimane nimisa ngo tata wethu u Mpinga no Marko 16 vs 15 enamnka kudala kwi Gospel Church of Power RSA Funani igama lenkonzo yenu ninga confuse abantu
Uqhekeko u Thixo uyangqinelana nako?
Ngomhla wokugqibela nozofika u tata Mpinga no mama wethu Mamtshawe behleli estulweni sokugweba
The only person owavuswa ngo Marko 16vs 15 ngu tata wethu Dapula qha noba ningayifanisa ayifani kwalento nibiza iminikelo kwi media ayiyo eyakwa Mpinga sorry
Eyi bethuna ngase umntu akhe aqaphele meko ye family yakhe nohlukane nomonelana ngegama lenkonzo ..kuba kwalona eligama libekho emva koku qhekeka .. khanibe concern ngobom benu bethuna hlukane nenkonzo bantakwethu ..
Ukuba kuthethwa ngo Krestu owafa wavuka ,besingobani thina ukwahlulela,make kuhlale ezingqondweni zethu ukuthi noqhekeko kungalicebo likaThixo,uThixo uyazilingisela ibandla lakhe inzondo yeyantoni sisindisiwe,uyabuya uYesu silibele kukulwa ngezihlalo sisukile ebungcweleni,makakuncede uThixo mntwana kaThixo amen.