Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Andizisoli ukuyeka ukholwa kwintshona...masibuye esakowethu isintu❤
Wow sir, umhle umsebenzi wakho Mkhuliwa
This guy is national treasure. Beautiful poetry.🥰
Uyamosha umncedisi. AYiva kanene la bra
tuu brah
Uyaphazamisa kodwa lo mfo umane uthetha kodwa simamele umbongo. Siyayiqonda uba uyawaz kodwa sicela ithuba nathi
Mhle umsebenzi wakho mntakwethu, kodwa uyamosha lo ukuncedisayo phaya emva.
umhle umsebenzi wakho mkhuluwa. I am your number one fan.
awu!!! ndiza ubaxelele ukuba i pyramids zimile nje kunge nxayabo...Vuka sizwe esimnyama kudala uthongile
I love this
mayingangcwatywa imbali yethu sikhona...mhle umsebenzi wakho mntakwethu
Ndiyathatha🔥🔥🔥🔥🔥
Eish lekahkah mane ilinganisa kanjani mxm
Ey mf2....ngeske wabonga ngokukwakhe
Ndi late kodwa asoze ndingayihleki🤣🤣😂🤣
🤣🤣🤣🤣🤣🤣
Ndiyinkosana, ndikhangela iNkosazana. Phendula ngesiduko nefani. Enkosi!
This was at my university! 😁
Kweyiphi mntase, ngumfundi imbongi le?
@@zethuzngxaka3127 eNelson Mandela University. As for imbongi, andazi kodwa ndicimba ngumfundi naye khona iSociety called Embo phayana.
Xhosa MXhosa!!!
Mzuvukile khuphula isidima samaxhosa ezinkondlweni
Yayenza I kaka le incedisayo
Kuvakele
🙌🙌🙌🙌
👌
NGATSHO KE!