Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Eliposa si student sika Rosemary 😂😂😂
😂😂😂😂 Undihlekiselani kodwa.
Siyabulela kakhulu ngeendaba ezicacileyo
Siyabonga ngezindaba zosuku❤
Yes lama somalia and Pakistan bane ngxak kwezi shop zabo .
Thetha bawo
CLEAR SPEECH WOOOW I SPOKES PERSON SSMAPOLISA KHANITSHO SIFUNDISE U MINISTER OF POLICE INDLELA YOTHETHA.WELL DONE SISI.
This is worrying because some of these learners ate government food
Siyabonga
50 x 50 she does what is done by cruel men.
Akafanelanga kupila nabantu ufanelwe sisigwebo sobomi
mina ngithi urhulumente makokhe police station ezilalini ilali ezisondeleneyo atlist police zibe2 ilali zingenelwe yimigewu etrokwa from no cape town jhb nakwwzinye idlop baya besazi uba ezilalini akhomapolisa nokuba babulele abantu kuzothatha 2day's ukuba amapolisa afike sebede babaleka bayozifihla nezozixhobo bebebulala ngazo mna ndithi makokhiwe police station ezilalini zonke
Say it again buti, ndimi lowo unalongcinga nd kutsho kufumaneke ne job kubantu bakuthi.
Yityhefu etheni na le ezikolweni? Hayi bo makusoloko kuhlolwa ukudla kwabantwana sawubhujelwa ngabantwana ngabom ngoku.
Yaze yambi into yamapolisakazi angoneliyo ekufanele udilikajele,khohlakele
Kumele uthisha okhulu kufanele anakelele amanzi asemathankini ngoba amanzi umasemadala agulisa ingane kumele ashitshwe njalonjalo ngiyabonga
0k
Zange kubenje kurhulumente wengcinezelo. Ubundlobongela buze nenkululeko yenu
Why lentonjazana inentliziyo emb ngoluhlobo .Yhoo imali