Spaza Godz Cypher - ATP vumti x Pura LaVisa & Mboza (Official Music Video)
HTML-код
- Опубликовано: 30 сен 2024
- Watch the official video for Spaza Godz Cypher
By ATP vumti x Pura LaVisa x Mboza
Directed/edited by Staff voyi
Follow @ Facebook :ATP Vumti
Instagram :ATP vumti
RUclips : / @isibanerecords
Published by Isibane Records
Shot by Speak & Vorstan Entertainment
Recorded at Isibane Records
Song mixed and mastered by BlaqYung
Location - East London ( C section Eziphunzane)
XHOSA standup!😠😠It's time we support TRUE LEGENDS💯🔥🔥🔥
My brother, siyabulela kakhulu 💪🏽👊🏽
I don't know how many times I bumped this shit 🔥🔥🔥🔥🔥🔥
@@sibulelesbu9439 hahaha oyhini fam enkosi kakhulu man sisonke
Just wanna say this, it's my third month playing it almost 5times a week... I love these 3 Ninjas ❤❤❤ "sangoma sjikelwe ithonga ak'popi nex stuck akukho progress 😂😂😂" salute
@@ExcellentMilazi enkosi kakhulu fam ungadinwa
"Erhangarhanga irhorho"...Mboza@ Saluka bafondini....
@@SiyabulelaBizzahNyamakazi kuyabalekwa mkhuluwa
"Susngxolela nge Brentwood ibhulukhwe lezi shumane. " Boza 😂🤣🤣🤣
@@sithembelentshintshi7392 lol🤣🤣🤣🤣
Do you guys know what Ali did in Zaire? Pura is unnecessary😂🔥🔥🔥🔥🥊
😂😂😂😂Pura✅✅✅🤞♨️♨️♨️
yohhhh ngisanitize umoya ngamagama 🫵🏼🫵🏼🫵🏼
@@mancadisimark1 enkosi kakhulu goortman yam
Ashuuu-shuuu bhudaz thathile 🔥🔥👌🫶💪
@@phumzilesitshikiza-ok3el much love fam yimibulelo
uPouser kuInsta mzala uphapheli fame. eWakanda uzenza ihlosi elingenanzipho 🐯😂🤣. #Legendary. nithi ngu how many Bars kengoku lona 🤷♂️¿. nawkwenza abanyabantwana bafunuyeka hayini guyz.
@@malizosifile1429 😂😂😂😂😂😂😂😂LOL khawuyeke uchuku fam, uPura ngu Sifu kwezi ninjaz😂😂😂👊🏽
yhoo hay ni unfair kodwa Buddas 🤭😯😂
@@malizosifile1429lol hybo kanjani mkhuluwa 😄😄😄
Is Mboza throwing jabs at Big Zulu? what a verse!!!!!
Much love my Brother ♥️🙏🏽🙌🏽💪🏽
Ewe. 😂😂😂😂😂
Yhoooo uMboza 🙆♂️🙆♂️🔥🔥🔥🔥
@@luxolonalo7456 legend bra
Massive respekt 🔥🔥🔥🔥🔥🔥...jonga delegates zikhutshiwe🙌🙌🙌🙌🙌
EC is well presented
Much bra wam sisonke lol hahaha syndicate lol
🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
@@LudacaseNtsizi much love fam sisonke
One of the best Cyphers 🔥 Pura LaVisa is a 🐐 infact all of them
@@sintukiva3288 🙏🏽🙏🏽♨️💥👌we appreciate the love fam
🇿🇦🥷🥷🥷🇿🇦
Ngamshishi my brother 💪🏽🙏
Niyimuncile bakhuluwa mandithi rhaqa kule yogsip yegranqa🔥🔥🔥💯
Yimibulelo my brother sisonke🙏🙏
Bendingaka ufumanisi uba ningamagintsa kwesispaza🫡🙌
@@priincedodo6329 hahah makwande bro wam sisonke much love
EC Stand Up🔥🔥🔥
Makwande fam
Ayiiii zkhutyiwe apaaaa 🙆🏽🙆🏽🙆🏽🙆🏽
@@mancadisimark1 hahaha kuyabalekwa fam kakhulu
Niyixebulile brazz
@@AsezaHlathi yimibulelo bra wam kakhulu
Ekse ATP... haay jonga... Mamela broer look out for the BONFIRE PODCAST because sizorringa ngale track and thanx for representing Majita. Haayke sithi CAMAGU Ku Mkhuluwa u- "Phura". E.C HIP HOP SOCIETY Salutes broer!!!
Enkosi kakhulu bra wam mandiyojonga now
Big Thank You To The Vissionary of This Track, iphume nicely. Niyabangcungcuthekisa. PHURA, BHOZA, intloko yenyoka atp big ups.
Siyabulela ngalamazwi kakhulu fam sisonke all the way🙌🏽💪🏽🙏
Yhoo Mboza😳🙆♂️🫡🔥🔥🔥
@@almighty_glad toooo sick
Nah nah ATP Grootman ingamandla le indaba yoh🔥🙌big up to driemanskap to bring up this challenge
Yhoooo bro thanks to drie nyani ngale challenge
Madoda ndibamba ngazo zozibini hay Ec niyiphethe nini iipresident
Barrrssssss!!!!! ❤
@@sinelizwi_umculi hahaha we give thanks sister sine❤️🙌🏽🙌🏽
Pura killed it
@@SimzaMpokie too much
Second verse❤
@@khusumalefane63 ❤️🙏🏽💪🏽much love family
🔥 🔥🔥🔥
@@juliomanax6316 we give thanks Fam 💯💪🏽🙌🏽
Yho every verse was fire apha!!! Big ups mAJITA!🔥🔥🔥🔥
@@SouthParkChessAcademy much love fam, we give thanks ✌️🙌🏽👊🏽🙏🏽
Shuuuuuuuuuuu🙆💯🔥🔥🔥🔥🔥 haijonga andinamagama Homies🙌 EC is well represented rha🙆🔥❤️💯
Makwande 🙏💪🏽🙌🏽
Much love family yeses🙏❤️💪🏽🙌🏽🙌🏽😤
Iyabatha lena
@@LubabaloSikota enkosi kakhulu fam♨️💥🙏🏽👌💪🏽
❤❤❤❤❤❤❤❤❤😂😂😂 Eastern Cape stand up 🤘🤘🤘🙏🙏
@@sinekhayakhuza1866 much love mkhuluwa wam 😄😄😄🙏🏽
They don't want to sound America💯💥I'm inlove with your word play.
😁🙌🏽🙌🏽We appreciate the love fam ungadinwa💪🏽💪🏽🙌🏽
Thina le beat siy' Rape nge foli
Lol 😅 oyhini lotto mfowethu
Got damn this is fire!!!!!!
Yhooooooooooo hayi guys this is too much
Much love my brother ❤️🙏🏽🙏🏽
💯🔥THIS IS RAAAAP!
Blood yam😁✅🙏💪🏽
Ezi zilolwe zimboni namazim Zim . Enkosi 👏🏿👏🏿👏🏿👏🏿
Legendary ✅✅🙏🙏
Poooooo poooooo ATP🎉🎉❤❤❤❤
@@LwandoLayzo my brother yimibulelo mkhuluwa ❤️🙌🏽
Exe yayiva leeway!
@@jonguyisemay2076 dankooo booza yam 🙏🏽🤙🙌🏽💪🏽
niyagadlela bhudas yooo🔥🔥🔥niyavakala niyayphila big up
Kuyabalekwa yhuuu mkhuluwa 🙌🏽💪🏽🙏😤❤️
Yhooo ta Phura never disappoint 🔥🔥🔥 ta Mboza wayivala ngenye flow 😭😭😭. First time ndisiva ATP untswempu 🙌
@@siyabongasoga2508 siyabulela Fam kakhulu ngale feedback, iphekiwe lengoma 🙏🏽🙏🏽🙏🏽🙌🏽
Hayi nigadlele kakhulu Budaz kule🔥🔥🔥
😅Enkosi bra wam kakhulu 🙏🙏
Salute oompondo ziihlanjiwe❤❤❤
❤Yimibulelo mkhuluwa wam kakhulu
Yhoooo yhooo thiza ngumlilo wodwa...ATP Pura niziiMboza lool
Ahk akhonto ungayaziyo 😅
Yeses 😳 hay this deserves recognition
Kakhulu bro wam please share
Every time I listen to this, God cipher ndiswela amagama cz Oobhuti bayagula ill as fuck verses mxm dope Utar Mboza
@@xolamendela much love fam siyabulela kakhulu 💪🏽🙏🏽🙏🏽
Hayi hayi jonga yincasa lee kusetyenziwe apha 🔥🔥🔥
Kakhulu mkhuluwa yeses 💪🏽💥👌👌too nice
This is too much
Enkosi mkhuluwa kakhulu
🔥🔥🔥🔥🔥🔥the legend Phura...big up Mbozza Atp
Lol yhuuu 😂 yi marathon mkhuluwa yhu
🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥 Eastern Cape.............
🙌🔥🔥🔥🔥
Much love bra wam
Yhooooo!!!!!!! Kuyabalekwa live
Lol yimarathon mkhuluwa wam yeses
Umlilo wamagrootman
😅Mzala wam yi marathon
Aluta continuaaaaaa
Matshaya 🔥 infact nonke maan nisebenzile, ATP makwande mntakwethu
Much love fam, sisonke
I delegates zikhutshiwe 🔥🔥🔥
Hahaha we appreciate the love fam
Ta Pura grootmaan....ndiyanqanda yhooo😅
Hahha lol😅😅😅
Lol akanqandeki
Yeeere ngooThixo aba🔥🔥🔥🔥
Hahaha enkosi fam sisonke 🙏💪🏽
🔥🔥🔥🔥
Too much fire bro
Oooh maaan…..this is fire! ❤
Mkhuluwa wam eish 😁😁💥💪🏽🙌🏽🙏
This is too much ATP mnganam
Makwande bra wam
🙌🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽
Much love
You got all my respect ma G 💯
Give thanks big bro, Uyayazi sisonke ta Fistoz
Abanaziyo nabanokuthetha ngani asoze banothuke! ✊🏾
@@Bongwez_Ndokose 🙏🏽🙏🏽🙏🏽🙏🏽❤️mkhuluwa wam mahle angcwengile yimibulelo
Mine makes 777 views 🎉
😁Enkosi ngothando fam
OGS came hard on this one 🔥🔥🔥🔥🔥
Amasimba bro yhoo, give thanks fam
Oh yes💪🏿💯Massive souljahs✌🏾
Too much big bro yeses danko
Yhooo🔥🔥🔥🔥🔥😭😭😭🙆🙆🙆🙆🙆✍️
Enkosi mkhuluwa kakhulu
🔥🔥🔥🔥🔥🔥🏋🏿♂️🐐🐐🐐
My lord 😁😁✅🙌🏽🙏💪🏽
My lord😁✅✅🙌🏽🙏
Yhooo hay this is too much lrap music.
Much love fam. Sisonke💪🏽🙏
Mpuma Kapa is on ❤❤❤
Much love big bro ❤️🙏
Doooooooooooooope❤ Beat,Bars
Danko kakhulu fam sisonke ❤️💪🏽
Gcwala haayyyyy 🔥🔥🔥🔥🔥
Lol Kuya hanjwa big bro
goose bumps😯 pura lavisa😱
@@wavelavimba1039 🔥🔥🔥🔥🔥🔥
Izingcoli
Zodwa mkhuluwa
Zodwa mkhuluwa
Yhoo yhoo yhooo💯💯💥
Kuyabalekwa
Bars Makwedini!!!
@@samkelotabata6766, 😄😄💪🏽💪🏽💪🏽👊🏽🙏🏽🙌🏽🫡
Hiphop gesXhosa idilizi' nduli nentaba ngo mmh
@@mandlantlokwana606 ❤️💯🤭we give thanks fam
BIG UP
Danko bra wam
The OG'S🔥🔥🔥
MI ninja❤️🙏🙏🙏
Yhoo yhoo 🔥🔥
Fire fire umlilo💪🏽🙌🏽
EC has arrived. Mazakusazi ukuba singobani ❤
@@mlubinda1620 bra mlu sisonke Mkhuluwa 🙏🏽🙏🏽Uyayazi nawe mabagcwale
🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
Respect
Legendary
Family ✅🙏
Makwande bra wam
Le strong Bras.... Big up
@@lazaruslahzee622 much love fam🙌🏽🙌🏽
Ekse yimabaleng 🔥🔥🔥
Yimibulelo my brother 🙏🙏
Heeeeeeeeyyyiiiiiiiiiiiii !!!!!!!!!!!!!!!
@@indlulamthizm7098 mkhuluwa 😁😁😁😁🙌🏽
Akhomntu unocela grootman Last, Ndlu no Madness to hop on this .
and Vegita 🙏🏾
@@siyabongasoga2508 ei bro inga dope khanizame man to text I braaz
Li black Eli bhanti...
@@nickmatyida77 this is fire bro yeses
iko saw kam nakoo
@@HasssaNo-jj1kd, 🙏🏽🙏🏽🙏🏽🙏🏽
Fire my brother. Baya hlafuna
Much love Goortman yam
Yhooo Guys you nail it.
Thanks alot fam🙏🙏
DISCIPLINE 👌🏿🙌🏾
Yimibulelo god yam
Yeses bakhuluwa 🔥🔥🔥
@@MasithembeleVobole bra wam💪🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽🔥
Yhoooooo 🔥🔥🔥
@@bongajelems3343 kuyabalekwa ta yam😁😁