i listeniing this sermon even now in 2024 tata you bless me uNkulunkulu akugcinele abantu abafana nam uyandiphilisa kakhulu wish i can visit where you are . MAY THE GOOD LORD BLESS YOU KWAKUNYE NEBANDLA LONKE
Me three, I want to even go to eMthatha, just to feel his preaching in flesh. The clarity in his messages, uThixo has really blessed him to be blessing to us.
I'm a non Methodist Christian in Richards Bay in KZN, I've watched this sermon multiple times, and it always sounds like I'm listening to Rev. Geja for the first time. God loved this circuit more than enough to prepare them for COVID difficult times. God Bless 3206.
Yangathi Rev Geja knew ba this year is going to be like this ..we are faced with a pandemic sililizwe kodwa "ngoko ndinga ndinga hamba nawe nkosi enofefe ndiwenyuke amaqhina neentsunkuzi ezimnyama"
Always when i listen to you tata am healed when am down i would open it and listen always feel my spirit has lifted up may the Almighty God bless you and your entire cogregation Mtata omuhle your choir knows what God sent them for❤from Hhohho circuit Kingdom of Eswatini 1027am proud of you
Am a proud member of the methodist church of southern africa i listened this sermon but i never get tired of listening it when ever my spirit is down the way it lifts my spirit everything in it the way the choir sings with their original voices waw may Gid bless you all and God keep the spirit in you Rev Geja
What a prophetic message. May God refill and refuel His servant uRev Geja. May he always speak the unadulterated word of God and be always be led by the power of the Holy Spirit 🙏🏾
Wow! Wow! Wow! Amen Moya oyingcwele! Mfundisi Geja you are blessing to this circuit. UThxi akuthwale inene. I keep on replaying this service yakho yomnqophiso, ithandazelwe yazilelwa lenkonzo ongavanga akasoze aphinde. Wandikhumbuza uMama wam ongasekhoyo ngo206 eyicula ngenyameko. Xa kufukwa Ku Thina imihla ngemihla ukuya ekupheleni ngumthandazo opheleleyo kum kuThixo each time nditucula whether @ church or @ home. May you be abundantly blessed by God & refresh your anointing each time you feed HIS people with his word praise & worship. Inene kufanele sihlale esandleni sakhe esinamandla simlandele ngalo lonke ixesha in the Name of Jesus.
Ndiyibukele nge 22 Nov 2020 lenkonzo, tsi! Mfundisi... Ndiyabulela ngentliziyo yam yonke... Uyayazi umntu xa ethetha umyalezo ovela enkosini, umyalezo is still so relevant. Thank You Moroti, you've blessed me. I hear you Lord through him...
i listeniing this sermon even now in 2024 tata you bless me uNkulunkulu akugcinele abantu abafana nam uyandiphilisa kakhulu wish i can visit where you are
. MAY THE GOOD LORD BLESS YOU KWAKUNYE NEBANDLA LONKE
😊😊z😊😊😊😊
I can watch this video 100 times..ayindiki tu. Whenever I feel down ndiza kuyo to regain my strength
Me tooo sana yhooo hayi lotata
Me three, I want to even go to eMthatha, just to feel his preaching in flesh. The clarity in his messages, uThixo has really blessed him to be blessing to us.
@@masondosphehe is going to Alexander in Gauteng next year.😊
I so wish I can meet him with the mtata choir they bless me so much please come to the kingdom of Eswatini Hhohho circuit just 1day
I m coming from tiktok,had to follow this video up to here .....uyandiphilisa uRev Geja,bendiqala nombona.....😢😢😢😢
Phaa ku 34:46 uthi umfindisi
Enkungwini, ekufeni
Phuma langa lolungiso
Ma ndingene endleleni
Ndilubone usindiso
35:31
Ndaphambuka emendweni
Ndalushiy'ufefe lwaKho
Kwezi ntanda-buzo zimbi
Se ndeyele, ndiyatshona
36:15
Ngoko ndinga ndingahamba
NaWe Nkosi enofefe
Ndiwanyuke amaqhina
Neetsunguzi ezimnyama
For the powerful word, Ke a leboga moruti!!!!!
Wow.. I feel revived
My favorite song 206
Thank u kakhulu🙏🙏
Thank you for ama lyric
Hey .... Thixo wam siyabulela bawo
I'm listening to this sermon more than 10 times and it feels as if I'm listening for the first time
🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾Rev Geja
🙏
I'm a non Methodist Christian in Richards Bay in KZN, I've watched this sermon multiple times, and it always sounds like I'm listening to Rev. Geja for the first time. God loved this circuit more than enough to prepare them for COVID difficult times. God Bless 3206.
Andinanto ndingenawe Wena uzizinto zonke kum 🙏🙌🏽😭
Ooh Nkosi yam, langa lokulunga, ndicela ukuhamba emva kwakho ngokuba olwam ulwazi lufutshane. Ndenze Nkosi ndinyathele apho unyathela khona ku2020 and beyond. Ndiyabulela ngemvuselelo. NgoKristu iNkosi yethu, Amen🙌👐
This is the first time listining to this service, but im so blessed thanks so much.
I know this reverend from Whittlesea(eDongwe)... Tar Nko blessed Rev Geja.
Yangathi Rev Geja knew ba this year is going to be like this ..we are faced with a pandemic sililizwe kodwa "ngoko ndinga ndinga hamba nawe nkosi enofefe ndiwenyuke amaqhina neentsunkuzi ezimnyama"
Ndandiqala nokuya ecaweni kulo nyaka this was an amazing service❤️
Thanks for the lyrics
Always when i listen to you tata am healed when am down i would open it and listen always feel my spirit has lifted up may the Almighty God bless you and your entire cogregation Mtata omuhle your choir knows what God sent them for❤from Hhohho circuit Kingdom of Eswatini 1027am proud of you
Nkosi ndicela undiphe amehlo okulibona ilifu what a powerful sermon ithetha nam ngqo ndiyabulela tata 🙌🏾😭😭😭
Ohhhh Yhini Bawo🙌🏾🙌🏾😭🔥Lukhona usindiso eWisile🙏🏿😭🔥🙌🏾
It's sooo true!!!🙌🙌
Moya wobuTixo Yiza ku lentlalo yethu Yenzikhaya lakho kuthi yiza Moya yiza 😭😭😭🙌🙌🙌 I can't get enough of this song yheyi kuyaphilwa kwelibandla🙏🙏
Thank you mongameli ndiwufumene umnqopiso ka 2021 ngalo ka 2020 Petros follow me ( satan go away) Amen
Am a proud member of the methodist church of southern africa i listened this sermon but i never get tired of listening it when ever my spirit is down the way it lifts my spirit everything in it the way the choir sings with their original voices waw may Gid bless you all and God keep the spirit in you Rev Geja
These are heavenly melodies, phambili ma Methodist
What a prophetic message. May God refill and refuel His servant uRev Geja. May he always speak the unadulterated word of God and be always be led by the power of the Holy Spirit 🙏🏾
Glory to God I lesson every day I come across but the message revive me every day uthi akuthi ngoko ngoko ibengathi ndingaxentsa
Oh Nkosi. I keep coming back to this sermon. Indeed ukuthembela Ngaye kuko okulungileyo
Yhoooo ayive ingbusisa
2024? And I’m here❤️🥺
May the Lord bless you and keep you safe mfundisi wam Loko uwunako yisiphiwo sokuphilisa imimoya yethu
Wow! Wow! Wow! Amen Moya oyingcwele! Mfundisi Geja you are blessing to this circuit. UThxi akuthwale inene. I keep on replaying this service yakho yomnqophiso, ithandazelwe yazilelwa lenkonzo ongavanga akasoze aphinde. Wandikhumbuza uMama wam ongasekhoyo ngo206 eyicula ngenyameko. Xa kufukwa Ku Thina imihla ngemihla ukuya ekupheleni ngumthandazo opheleleyo kum kuThixo each time nditucula whether @ church or @ home. May you be abundantly blessed by God & refresh your anointing each time you feed HIS people with his word praise & worship. Inene kufanele sihlale esandleni sakhe esinamandla simlandele ngalo lonke ixesha in the Name of Jesus.
Ngimila uhlamvana watched d sermon since morning tea time lunch time espanini solokhu ndibuyela kuyo 😭😭😭😭 Mfu Geja uphathisiwe mfundisi wam ngyabonga 🙌🙌 wavuka umtwana obeselele ngaphakthi kimi eNkosi Tata 🥺🥺
Wow! I love this Circuit. Watching from Botswana. One day I will pay you a visit on the covenant service. God bless you Mfundise. You're too powerful!
WAWUUTHUNYWE NGU THIXO MFONDIN 😭😭 NDOFA NDINGUMWISILE NGENXA YENU
Rev Geja live longer man of God am not a methodist but actually i fellow your videos you are a true prophet of God
Ndiyabulela tata umyalezo otsho kum ngqo, ukuhamba emva kuka Yesu kundifanele.
Ndiyimamela qho le video xa ndindedwa iyandivuselela zivele ziphalale inyembezi ,tatu Geja inkulu into oyiphathisiweyo nguThixo 🙌🙌🙌
Amen Tata siyavuseleleka ngamazwi enkosi siyabule
l
Iyaphilisa lenkonzo, iphakamile unengoma umfundisi❤
Wow!!!! Mhle uThixo.....singemka kuye siye kubani na.Siyabulela Tat'uMongameli.
Siphila kanje kuloMthatha 1306, Enkox Bawo.
Nkosi yam ndavuseleleka mfo ka Geja sihle isphiwo sakho mntwanenkosi
This Reverent is Really man of God i wish God.
Akugcine amlondoloze lo Bawo kuhle kuye lomfundisi
Ndiyibukele nge 22 Nov 2020 lenkonzo, tsi! Mfundisi... Ndiyabulela ngentliziyo yam yonke... Uyayazi umntu xa ethetha umyalezo ovela enkosini, umyalezo is still so relevant. Thank You Moroti, you've blessed me. I hear you Lord through him...
Eyi nkosi kuthiwa Masi mamele ilifu singenzi ngoku thanda kwethu I'm blessed 🙏
1306 u Mthatha ncambedlana kuyaphilwa apha Amawisile oqobo ndigqitywa liculo 206 u Mfundisi Geja o Babes the best John Wesley worshiper
Faku,Thahla. Hyuuu siyabulela kuThixo wethu
Nkosi siphathe nge taru
Nkosi itarhu lakho malihle phezu kwethu njengokuba ithemba lethu likuwe
2024 Usangu Somimangaliso kweyam impilo🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
Yohhhh uThixo ukhona kulaMtata 😭😭😭😭😭🙌🏾
God is everywhere!
True bayayiphila ivangeli ❤️🙏
Amen Mfundisi! Ndivuselelekile. Inene mandingaze ndisuke kuwe Nkosi yam.
Wanga uThixo akuphe amandla akubabale akusikelele
Enkosi ngenkonzo evuselela nenika ithemba kangaka. The cloud determines the direction and the pace.
Yhoo kuyaphilwa apha kuleNkonzo🙏
Rev has said it all. Walk in the light of God and Walk under the cloud. Amen Tata
Uyandiphilisa mfundisi Geja ooh maan you are God sent
Ayyy kwakuyiPasika le noxa bengayanga ePasikeni ka 2020 baba nayo kuqalwa unyaka yoooooh. I wish ukuba kunga uMongameli wami lo e Edendale circuit 805
Ulihlathi lethu uthixo this song 😭😭😭😭😭😭😭
Nkosi itarhu lakho malihle phezu kwethu🙌
Ilizwi lalithini.....
Powerful words
Yoh Mfundisi yangathi wawuyazi ba u2020 usiphathelr ntoni🥺
Kodwa sahlala phantsi kwelifu. Sawenyuka amaqhuna nentsunguzi sobumnyama ze covid uThixo ehamba nathi. 😭
Yhoo what a powerful message.. enkosi Tata 🙏
Ohhh My God my church......Enkc Tata Mfundisi
Indeed God is omnipresent, a real spiritual fulfillment, God Bless you Reverend
Waprofeta umfundisi, ngongathi ebeyazi okokuba siyalidinda ilifu kulonyaka ka2020.
Babalwa yandisikelela cc yacula uhamba emvakwakhe uThixo
2023🕯️🕯️.. Ndicela ilifu🙌❤️
Ndiwuvile umyalezo wokuhamba emva kwelifu watsho waphila umoya wam enkosi tata
YHOO What a powerful sermon 👏
What a lovely service 🙏🙏🙏👏👏👏
Siyakudumisa uyandivuselela
Enkosi Thixo ngosebenzisa Rev Geja undikhumbuza nge position yam. Enkosi mfundisi
What a message. Oh my God
Powerful indeed!
"Sizifaka phantsi kwentando yalowo unako ukusiguqula,sibe bahle ngokugqibeleleyo"
Thetha Moya oyingcwele Thandazeka Thixo
The song in the start of this video 😭♥️
Heyi Amen Mfundisi wam
Thanks mfundisi Geja ngelifu
Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe
🙏🙏🙏 Amen 🙏🙏🙏
😭😭😭😭😭😭 ulungile Yehova nakalokunje 🙏
Usibekile sonke Thixo 2020/ 1 apho thanda khona siyavuma bawo
sincede bawo singazihambeli ilifu masihambe nalo
Amen
Amen Mongameli 🙏🙏
Ndivile Tata 🙏🏽🙏🏽🙏🏽
Super Rev
Yho 😭👏🏾❤️
yhoooo this was a powerful sermon
🙏🙏🙏😭😭😭😭
shuuuuuu.Powerful!!!
🙌🙌
Eh covid 19. I miss this. I miss 1306
Amen Tata
Thank you Mongameli
Yes lord!!!!!!!!
Iyandiphilisa nantsi inkonzo
What was the name of the opening hymn? wow
Ziba mbense :It is hymn 219 ,Ndanga ndinganetliziyo.
Enkosi yam✋✋
Yenzi khaya lakho Kuthi Moya Oyingcwele
YOOOH
❤️
❤️👌
Yhoo💓😭🙏
Ewe moongameli wam
❤