1. Bulelani kuYehova, Kuba elungile; Kuba ububele baKhe, Bubobaphakade. --- O praise the Lord, for he is good; his mercy lasteth ever. (Psalm 118:1) 2. Makatsho amaSirayeli, Iindlu zawo zonke, Athi ububele baKhe Bubobaphakade --- Let those of Israel now say, His mercy faileth never. (Psalm 118:2) 3. Ndamemeza kuYehova, Ndandisengxingweni Wandinceda wandibeka Endawen' ebanzi --- I in distress call'd on the Lord; the Lord did answer me: He in a large place did me set, from trouble made me free. (Psalm 118:5) 4. Ingecala lam iNkosi, Andisokoyika Ingasuka ithi ni na Lento umntu kumi? --- The mighty Lord is on my side, I will not be afraid; For any thing that man can do I shall not be dismay'd. (Psalm 118:6) 5. Ingecala lam iNkosi, Iyakundinceda Indincede ngokumnandi Kwabandithiyayo --- The Lord doth take my part with them that help to succour me: Therefore on those that do me hate I my desire shall see. (Psalm 118:7) 6. Ukuthemba uYehova, Nokuphepha ngaYe Kuko okulungileyo Kungathenjwa bantu --- Better it is to trust in God than trust in man's defence; Better to trust in God than make princes our confidence. (Psalm 118:8-9) 7. Ma ndisinde ngaWe Nkosi, Undisikelele; Mandiphumle ngaWe Nkosi: Undithamsanqele. AMEN! --- God my salvation is become, my strength and song is he. Give thanks to God, for he is good: his mercy lasts always. (Psalm 118:14)
Oooh MamShosha, Mam Nel, Mam Nyamana,, Mam Adams, Mam September, Mam Xhwangu abazali bam ndabashelwa nguMama but abanye sebandishiya😢 Kubekho MamArense owandixhomela bhatyi kamama intliziyo yachukumiseka
❤❤❤❤❤❤ ❤
❤love olumanyano kakhulu.God pls veza myeni wam zobamhle ndibenje ndikhule elizwini .as uba ndisiya ezintombini kulonyaka its time to grow ngoku.
🙌🏾🙌🏾🙌🏾Oooh maaarni. On repeat for 3hrs and still going until ndilale 🙏🏾💞⛪️
😂 my mother in memory ❤ love you 🙏🙏
Ndiyanilandela my favorites, especially umam' mfundisi happy to see her phakathi komama...malihambe ivangeli❤
Mamfundisi is always phakathi komama ❤
Hayini bo Mama!!!!!!
1. Bulelani kuYehova,
Kuba elungile;
Kuba ububele baKhe,
Bubobaphakade.
---
O praise the Lord, for he is good;
his mercy lasteth ever. (Psalm 118:1)
2. Makatsho amaSirayeli,
Iindlu zawo zonke,
Athi ububele baKhe
Bubobaphakade
---
Let those of Israel now say,
His mercy faileth never. (Psalm 118:2)
3. Ndamemeza kuYehova,
Ndandisengxingweni
Wandinceda wandibeka
Endawen' ebanzi
---
I in distress call'd on the Lord;
the Lord did answer me:
He in a large place did me set,
from trouble made me free.
(Psalm 118:5)
4. Ingecala lam iNkosi,
Andisokoyika
Ingasuka ithi ni na
Lento umntu kumi?
---
The mighty Lord is on my side,
I will not be afraid;
For any thing that man can do
I shall not be dismay'd. (Psalm 118:6)
5. Ingecala lam iNkosi,
Iyakundinceda
Indincede ngokumnandi
Kwabandithiyayo
---
The Lord doth take my part with them
that help to succour me:
Therefore on those that do me hate
I my desire shall see. (Psalm 118:7)
6. Ukuthemba uYehova,
Nokuphepha ngaYe
Kuko okulungileyo
Kungathenjwa bantu
---
Better it is to trust in God
than trust in man's defence;
Better to trust in God than make
princes our confidence. (Psalm 118:8-9)
7. Ma ndisinde ngaWe Nkosi,
Undisikelele;
Mandiphumle ngaWe Nkosi:
Undithamsanqele. AMEN!
---
God my salvation is become,
my strength and song is he.
Give thanks to God, for he is good:
his mercy lasts always. (Psalm 118:14)
Amen🙏
💔🙇yini bawo 😭yini bawo khawuve nowam mithandazo
Bomme ba binela jehova ke bina le lona bomme ba ka
Andisamthandi mama wase PCA
Kukho lomama One' towel tsi uyaphilisa.
🙌
Oooh MamShosha, Mam Nel, Mam Nyamana,, Mam Adams, Mam September, Mam Xhwangu abazali bam ndabashelwa nguMama but abanye sebandishiya😢
Kubekho MamArense owandixhomela bhatyi kamama intliziyo yachukumiseka
Andivendilithanda ndiyaligulela
Umculo wenu uyandomeleza