Ma bakudumis'abantu, Wena, Thixo Bawo! Ziya lawulwa iinto zonke Nguwe, Thixo Bawo. --- All people praise the Father. To him belongs all power. 2. Ma bakudumis'abantu, Nyana, Mukhululi! Bazuziswa uxolelo Ngawe Mukhululi. --- All people praise the Son. The author of forgiveness. 3. Ma bakudumis'abantu, Moya oyiNgcwele! Wenza ngcwele amakholwa, Wena uyingcwele. --- All people praise the Spirit. Who sanctifies the believers. 4. Bubobakho ubukhulu, Thixo wethu umnye; Zizezakho iinto zonke, Thixo wethu umnye.
Ooh kodwa growing up watching abantu abadala singing this song they light up with smiles and u could feel umoya ecaweni,i used to sing to the rhythm not knowing the words but it also made sense.Ngoku as an adult nduyaphila thank you Xolani❤
Ma bakudumis'abantu,
Wena, Thixo Bawo!
Ziya lawulwa iinto zonke
Nguwe, Thixo Bawo.
---
All people praise the Father.
To him belongs all power.
2. Ma bakudumis'abantu,
Nyana, Mukhululi!
Bazuziswa uxolelo
Ngawe Mukhululi.
---
All people praise the Son.
The author of forgiveness.
3. Ma bakudumis'abantu,
Moya oyiNgcwele!
Wenza ngcwele amakholwa,
Wena uyingcwele.
---
All people praise the Spirit.
Who sanctifies the believers.
4. Bubobakho ubukhulu,
Thixo wethu umnye;
Zizezakho iinto zonke,
Thixo wethu umnye.
Ooh kodwa growing up watching abantu abadala singing this song they light up with smiles and u could feel umoya ecaweni,i used to sing to the rhythm not knowing the words but it also made sense.Ngoku as an adult nduyaphila thank you Xolani❤
It became a new song to me but it lift my broken spirit so much I was in tears 😭 Thank Bakhonzi be Zulu🙏🙏🙏🙏💝💝
3rd verse still gives me goosebumps after soo many years. ... oh Msindisi
One of my favourite Xhosa hymns
Whenever I listen to the hymn I get so much spiritual uplifting
Glory be to Him...
It reminds me of my childhood days at AOG in Motherwell a favourite song of bro Bongani Ngoma
Kodwa Jesu igubhu chaaa no
Rev waka 🥺🙏🏽🙌🏼✨
🙌🙌🙌
❤
Where is This Church
Amen
😢
I want to visit this church, where is it?
How many days per week does this congregation come together for prayers or service???? 25/3/2024
Hymn ban lo bangcwele?
Hymn 3
Amen