Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Amaxhwel enkani ndiselibode mna mpondo 🎉🎉🎉🎉
Undawoni eLibode
Kwagebani ilali
Kuphi apha guys ngathi kuseNdwedwe??? 17/3/2024
le mbongi ayivakali tuuu
Ooohhh kuseLusikisiki... 17/3/2024....kwezphi ilali???
eTyeni kwaNgcoya
Enkosi mfo kaMtsotso... 18/3/2024
Ey Lo madevu oyongcwatshwa ube yini Na laphayana elusikisiki Na?;ubulawe yini?
Bekuyinyanga enkulu ebisaziwa kakhulu ngomthi wesbham kwakunye noweTyala
igwala maliphindele kunina esiswini.
Kuse Tyeni apha kwilali zase Lusikisiki
ewe mkhuluwa
Angagu. Umbhem.
thank you for commenting
Ngabe ngaMampondo lowo or amaXhosa?
NguMpondo lo umbona ngokuthi chu ngokungaxhamazeli , ubabhosobhe ababantu ndoda
Angevuyi amaXhosa.
Ithini na lengoma?dubule sendeji,😮
Qubule esendeni uzokhanda iyeza
Lol