Bantu Congregational Church Of Zion RSA under Bishop Proff RT REV Makasi

Поделиться
HTML-код
  • Опубликовано: 24 янв 2025

Комментарии • 21

  • @MandisaTenana
    @MandisaTenana 7 месяцев назад +1

    Ohhh amen maBantu amahle ndyamthanda torho tata Makasi may his soul rest in peace undifanela notata ondizalayo ❤eZion inyani iyathethwa n ndyaythanda lento ayenzileyo tata uthetha lento angaythandanga or angayithandiyo azokwazugqitha kuyo uzikhulula yena anyaz noba niyandiva na ndyanithanda nonke Amen

  • @charlesjaxa8650
    @charlesjaxa8650 6 лет назад +2

    Thixo..🙌🙌🙋🙆🙏🙏...i love my church

  • @ImpiloYomXhosa
    @ImpiloYomXhosa 5 лет назад +1

    Bantu bakowethu masifuneni uThixo siyeke amagama eCawa nenkqubo sikhonze uThixo wenyaniso. Ilizwe lilinde thina ukuba siye kulishumayeza ngoku sizawshumayela sithi abantu mabazekwonza ntoni enkonzweni xa siphathana kanje thina kqala. hayini nto'zakowethu umntu makahlole inkonzo yakhe, kuba akungenwa ezulwini ingapheleliswanga inkonzo.

  • @athenkosibangela9333
    @athenkosibangela9333 5 лет назад +4

    Imingcwabo ayisondawo yochuku lwenkonzo. Thixo lo ndawze ndimthulise tu ekhaya ndikwazi nje ushumayele. Andiziphuculi inyani iyakrakra,andithi eyam cawa iphucukile.

  • @thandekakheyizana3724
    @thandekakheyizana3724 3 года назад +1

    Hayi bantu bakathixo inkonzo kathixo le masingagxekini zihlobo zenkosi

  • @puraphikkie6138
    @puraphikkie6138 2 года назад

    Ndinikhumbule mabantu amahle kodwa ndizovakasha finetown

  • @BulelwaMbishi
    @BulelwaMbishi 7 месяцев назад

    Unyanisile lotata khululani isinxibo sebantu klk

  • @zukiswamfene3078
    @zukiswamfene3078 5 лет назад +2

    Tsiiiiiiiiiiiiiiiiiiiiiii uqala kula 3:07 ithi mandikhulule izhlangu

  • @preciousphindiwematolo4362
    @preciousphindiwematolo4362 6 лет назад +2

    Yhoooooo 🙊

  • @mahlahlana
    @mahlahlana 5 лет назад +1

    Hayi booo icawe...omnye umntu omameleyo angacing'fanba ibhadlile lento ithethwa lelixhego. Lkhalazela abantu abaphume kulo, kodwa nalo laphuma kuThixo lamisa icawa.

    • @mzwanelesaphuka965
      @mzwanelesaphuka965 5 лет назад +1

      Masivuye Mpako yibuze into xa ungayazi. Sukhamisa nje utyhale nawe

    • @mahlahlana
      @mahlahlana 5 лет назад +1

      @@mzwanelesaphuka965 Akukonto ndingayaziyo ndiyithethayo...thoba umoya, elixhego lidlala icawe lee liphinda liyikhalazele

    • @ImpiloYomXhosa
      @ImpiloYomXhosa 5 лет назад

      @@mahlahlana ndikunye nawe Mpako mfokabawo ayikho le yenziwa lelixhego apha, iZion ithukwa nje ngaba bantu banje ngalenkokheli.

    • @luvuyomxabaniso3047
      @luvuyomxabaniso3047 4 года назад +1

      @@ImpiloYomXhosa bo bawo a kubalulekile ukb thina silwe ukuba awukafiki ngapha kwe ta file awusoze uyazi into eyenzeka ngapha kwe ta file. ....utata uMakhasi uhleli emxholweni kubuhlungu ukukhulisa umntwana awugqiba akujikele asikuko nokuba uyakhalaza ubawo uthetha le nto I yiyo ku bantu a bacinga ukuba bafundele ukwazi I congregational neh ok
      Ukuba Siya mamela kakuhle ufikile ekungeneni kula bawo lo azombeka apha,wasinika ukukhula kwakhe ekhulela kule nkonzo qha ke INYANI SONKE ASIKWAZI UKUMELANA NAYO XA ITHETHWA KUWE IBANGATHI UYATHUKWA,UKUBA UNGAKHA INDLU YAKHO AZE UMNTWANA WAKHO AYITHENGISE ENGADIBANANGA NAWE NEH OK.....XA EBUYELA KUWE ENDLINI EMVA KOKUBA KUPHELE IMALI YAKHE UTHINI XA UTHETHA NAYE? KWENZEKA LO NTO KE APHA KGOTSO HEEE
      NDINGU MZALWANA U SQUBETU WASE BANTU CONGREGATIONAL NDIKHULISWE APHA,NDAQEQESHWA APHA KGOTSO MAZION

  • @revlungakasityebitv4632
    @revlungakasityebitv4632 3 года назад

    Mhhhhh....Kusenzima nyani leVangeli ayikamameleki ngendlebe zakomoya,nangengqiqo eguqukileyo sisenabantu nakulemihla,O Somandla malizimaseke izwi laKho liphile ebantwaneni baKho bakwazi ukuba nguWe ,Wedwa uThixo singabaKho asingobamntu...Mhhh

  • @mihlalimgubasi9150
    @mihlalimgubasi9150 5 лет назад +1

    Yhoooo kanti kuthethwa ngoluhlobo e zion??

    • @athenkosibangela9333
      @athenkosibangela9333 5 лет назад +1

      Itshuphinde mfokabawo, m nt judging kodwa iinkokheli ziyawusha imingcwabo yabantu.....

  • @mkhululimcinga9782
    @mkhululimcinga9782 5 лет назад

    Usaphila na Leo Tara bakhonzi

  • @mkhululimcinga9782
    @mkhululimcinga9782 6 лет назад +1

    Lena yenu into niyayenza

  • @taniabetele2569
    @taniabetele2569 5 лет назад

    56th t;