I have experienced 1. Existential depression 2. Ringing in the ears 3. Not being liked by people 4. I don’t like being in crowds/social gatherings 5. I am very sensitive 6. I am very moody 7. I have a short temper (easily irritated).
scariest feeling ever eyodinwa ngumsebenzi,mI know it.I have been there ,ndade ndazama ne side hustles ngenxa yalonto .Nedithi ndisohluleka ndibe ndinayo indlela yozi supporter.Please try that too
Iyuuuhhh sis i sooo relate its been 6years i stop groove and friends then i discover your channel last year😂 and found myself Camagu ❤❤❤sis you help me andi last ku relationships iyohhh uthetha nam iyuuuhhh i LOVE I'm laughing alone Enkosi kakhulu
Yes very true Gogo one should protect their energy because it becomes very draining because you'd find that wonke umntu ufunuthetha nawe ufuna cetyiswa ibuhlungu ngoba abantu bakucinga xabehluphekile when all is well ababonaki😢
Ndiyazibulisela nam sisi. Ndicela ubuza xa ithongo lifuna uthenge impahla like izihlangu nomnqwazi nogqudu nazo zifunu hlanjululwa nje ngamajazi ? Or azinangxaki zona . Enkosi
🤣🤣🤣🤣 that was me all the time kwi groove, "abanoythothisa?" Ndivele ndingaboni kwa, ndizamle, phofu ndilale nolala kwalapha phof andiselanga nope 2c. Ndancama nayiyeka, ndandingaythandi kakade ndandi pleaser abahlobo🤦🏾♀️
Camagu mntanethongo, mna I struggle yho kwindawo enabantu abaninzi, even at work I can't take abantu abathethela phezulu, mood swings ziba worse apha kusasa ndiswabuluka kade, indlebe ezilumayo, hay ke relationship ndayincama yona ndizihlalele, nokuvele ndingacaceleki ebantwini out of the blue, phinde ndibe ngunontlalontle wengxaki zabantu🙆
Yhoo Phatheka yonke lento uyithethayo iyenzeka apha kum umsindo ongalawulekiyo umyeni wam uthwele oloxanduva for 15years ndiya zama kodwa ndiyohluleka kukuzibamba ndithethile ke eyocatshukelwa ngabantu nqu nasekhaya imisebenzi yam a kukho mntu uyibonayo kubuhlungu nyani Enkosi ❤
I have experienced 1. Existential depression 2. Ringing in the ears 3. Not being liked by people 4. I don’t like being in crowds/social gatherings 5. I am very sensitive 6. I am very moody 7. I have a short temper (easily irritated).
Camagu gogo
Amen 🕯🕯👏
Siyabonga cc ngemfundiso zakho siyakhula
Mylate granny use this ntsu
Yhooooooo I am jawdropped. Camagu sisi
Camagu!!
Nginekinga yendlebe ihlezi ingibangela umsindo but angazi ukthi iyiphi imesegge
Yooh cc,,ngoku ideppression iphezulu,,ngathi kuthi angikhale ngoku
Camagu nginazo cishe zonke gogo, inkosi yandise isphiwo sakho makwande
Camagu Mntanethongo .Always on point.
Siyabonga gogo
wow yase yabethela phuma ntliziyo yam - ngathi caza mna ...... babeku ngam ndindiyeka nempangelo le ndanele finish yiyo dide andiyazi kwale ndiyenzayo tu
scariest feeling ever eyodinwa ngumsebenzi,mI know it.I have been there ,ndade ndazama ne side hustles ngenxa yalonto .Nedithi ndisohluleka ndibe ndinayo indlela yozi supporter.Please try that too
@@ancestralgift-isiphosabada1907 yho akhonto ilula xelele yaZ. enkos cc
Yho hay sana the broken people is the worst.
The worst ever
Iyuuuhhh sis i sooo relate its been 6years i stop groove and friends then i discover your channel last year😂 and found myself Camagu ❤❤❤sis you help me andi last ku relationships iyohhh uthetha nam iyuuuhhh i LOVE I'm laughing alone Enkosi kakhulu
ha ha ha ,Guqa phantsi ucele bakuphe indoda ezokwamkela nesi phiwo sakho.Ikuthande unje
Ndingu Mnazaretha kwaShembe umbuzo uthi ngokwangoku ndiyaphupha but now ndixane nesichitho akulunginto tu msebenzi dwe ukungabikho. Xa sele ndizifakile iCVs ze ndisebrnzise rziwasho zakho ikhona unobobangela wokuba ndiphinde ndiyofaka kuzo
Yes very true Gogo one should protect their energy because it becomes very draining because you'd find that wonke umntu ufunuthetha nawe ufuna cetyiswa ibuhlungu ngoba abantu bakucinga xabehluphekile when all is well ababonaki😢
Injalo ke ,yilento funeka ube selfish ngawe . Even kwi friendships you end being a mother
Unjani gogo ngiyazithanda imfundiso zakho
Lastly ufumaneka njani ngoba andiboni zinkcukacha zakho
Most of the time I'm using this snuff and I don't like to it's like an addition though if I really tell myself I don't.
I'm shocked bendithi ndiyaphambana😮
not at all
I yhooo hayi ingathi uthetha nam ngazo zonke ezizinto. 😅
Ingxolo ulaka ndim lowo
Camagu mama uthetha nam ulaka, ndithi ndonwabile ngoku ndihleka ndizibone ndithule ndikhathazekile, ndihleli nabantu ndizibone ingathi ndilost, haike imalls ndibanamanwele. Nendlebe ingathi kunento eyizivalileyo phinde ingathi kunento ehambayo ngaphakayhi ifumana ukuphuma. Haike mna ndonwaba kakhulu ukuhlala nengwevu nengwevukazi ndiziva ndikhululekile xa ndinabo ngaphezu kwentanga zam. Relationshipwise yhoo haike bendigqitywa ngumbilini.
ha ha ha, Jonga kunzima .That means uhamba ne ngwevu .Relationship guqa phantsi unkqule,ucele bakunike umntu ozokulungela.
Thokoza Gogo Mkhulu, I was attracted to the picture you placed concerning this video.
Yhoo gogo ingathi utsho🙈😭 kum ngoku thokoza gogo 🕯️ 🕯️🙏
Ndiyazibulisela nam sisi. Ndicela ubuza xa ithongo lifuna uthenge impahla like izihlangu nomnqwazi nogqudu nazo zifunu hlanjululwa nje ngamajazi ? Or azinangxaki zona . Enkosi
akho need ,uyaphahla ubaxelele nazi
@@ancestralgift-isiphosabada1907 Enkosi Sisi
🤣🤣🤣🤣 that was me all the time kwi groove, "abanoythothisa?" Ndivele ndingaboni kwa, ndizamle, phofu ndilale nolala kwalapha phof andiselanga nope 2c. Ndancama nayiyeka, ndandingaythandi kakade ndandi pleaser abahlobo🤦🏾♀️
@@sphow 🤣🤣🤣🤣kuthothiswa kwi groove, hayi ndayincama suke ndibe bored
Camagu mntanethongo, mna I struggle yho kwindawo enabantu abaninzi, even at work I can't take abantu abathethela phezulu, mood swings ziba worse apha kusasa ndiswabuluka kade, indlebe ezilumayo, hay ke relationship ndayincama yona ndizihlalele, nokuvele ndingacaceleki ebantwini out of the blue, phinde ndibe ngunontlalontle wengxaki zabantu🙆
I am not a morning person too,andiyifuni ingxolo .When it comes to ingxaki zabantu please have firm boundaries,dont take them home.
@@ancestralgift-isiphosabada1907 I struggle a lot with this yaz. I have no boundaries at all and ndishiye ndisindwa yi misery yakho ngok.
Hayi mna andsaz ba ndithini ngoku yhoooo kunzima and yonke into inzima.Nentloko nje engapheliyo....Andazi noba ndiqale ngaphi😢
Camagu
Iconsultation iyayinikeza I direction
Gogo ibuhlungu lento ingihluphile ngisangene nje, nomtanami iyenzeka yonke le kuye, mncane bakithi, angazi ngenzenjani. Ugula mihla le.
Angazi nokuthi ngiqalephi mangithi ngiyalungisa.
Book one on one session,R100.whats app 079 711 5196 .Ndine mibuzo emininzi before ndithi yithini
@@ancestralgift-isiphosabada1907 Ok gogo ngiyabonga.
Tyhini Thixo ndazfumana impendulo yabona wena Gogo ndidhibene nawe ngesizathu.
🤣🤣🤣zakulingana izihlangu
@@ancestralgift-isiphosabada1907 ngca Gogo