Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Mama yho ingoma uyiphiwe..,nentshumayelo engako katata oh siyabonga Thixo ubasikelele
Whooow waze wahlabelela kamnandi🙌🙌🙌. Ingathi ndingathatha imithwalo yam ndiye apho ndingaziyo💞💞
Yangibusisa inkonzo yasekhaya watching from UK (Rev Dani Wright)
Amen
Amen 🙏 🙏 ❤❤❤❤
Rev Mvinjelwa❤❤🙌 ohh uyandiphilisa lo tata🙏🏾🙏🏾🙌🙌
Mama one Anointed voice uvula ngomoya as a result itshintshile le ngoma.
Enkosi Thixo wethu ngenceba yakho engaka sithi sizingxwelerha wasiphathela izicaka zakho uba zisiphilise ngamazwi elizwi lakho siyabulela Somandla Enkosi buti Xola uThixo akusikelele ngakumbi❤❤
Siyabonga nkoc🙌🙌🙏 umuhle wena bawo ngamaxesha onke umculo omnandi kangaka❤
Shuuuuuuu intambiso ekulomama ngomhlabelelo, ngathi ungamamela oko🙌🙌🙌🙌🙌❤️❤️❤️❤️
Oh nkosi yam uphiwe mama ingoma uyawaphilisa amanxeba uThixo akusikelele
My God
My song !Jesus Amen 👏
My mothers song 😢😢😢😢rip mom
My greatgrandmothers song Thixo ililanga lethu.
Halleluya zimbali zezulu kwangathi uyesu anganigcina love you all zintombi zam
Wow 🤩 what a beautiful 🤩 song 🎶 ❤😂
Tsiii Woow ❤
Thank you God
😭😭😭😭🙏🙌
😭😭😭 Hayi kodwa Xola wenza kakhulu 🙏🙏🙏
Ndandingeke ndibengumwisile ndandingayin #Goduka
Tsiiii utsho kamnandi maan mamam
Ow mama ukuhlabela kwakho kuyachukumisa ngase ndisethule pezulu iskhalo
Eish kuth kwakuculwa lengoma ndizive ndikwenye indawo yam ndedwa, Uyadumiseka njalo. Enkosi mama ngelizwi lakho elimnandi
Awu Nkosi yam ndasikeleleka Mtriniti Ongcwele yilenkonzo yezintombi zakwaKristu.
A fav
Culo le grandchild yam eli ese se Sunday school. Ngk bawo wamfihla ukwi teens ndiyabonga Somandla
Camagu KumKani ❤❤
🙏🏾🙏🏾🙌🙌❤❤
Aw yhini Rhadebe madoda
Intonga ka Mama wam.
Siyabonga Nkosi ngentshumayelo babawami 🙏hayi umoya ongcwele wehlile wacula mama kwangathi iNkosi ingaba nawe ,🙌🙌🙌🙏😭😭😭🙏
Owu nkosi yam utata nomama bayiphiwe abayiphiweyo
Can you write the names of Ministers as well
The one in offwhite robe is Rev S Mvinjelwa
Awu kuthi kusabanje sithuthuzeleke kuphole namanxeba
Yaz ba ndiyaBuza ba why?
Mama yho ingoma uyiphiwe..,nentshumayelo engako katata oh siyabonga Thixo ubasikelele
Whooow waze wahlabelela kamnandi🙌🙌🙌. Ingathi ndingathatha imithwalo yam ndiye apho ndingaziyo💞💞
Yangibusisa inkonzo yasekhaya watching from UK (Rev Dani Wright)
Amen
Amen 🙏 🙏 ❤❤❤❤
Rev Mvinjelwa❤❤🙌 ohh uyandiphilisa lo tata🙏🏾🙏🏾🙌🙌
Mama one Anointed voice uvula ngomoya as a result itshintshile le ngoma.
Enkosi Thixo wethu ngenceba yakho engaka sithi sizingxwelerha wasiphathela izicaka zakho uba zisiphilise ngamazwi elizwi lakho siyabulela Somandla
Enkosi buti Xola uThixo akusikelele ngakumbi❤❤