Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Oh yhini MaRhabe Amahle intonga yam 288♡♡
AmaRhabe amahle ❤
Tsiiiiiii nje maan kuduga
Musuku'ndila'hla, NkosiNoko mina ndenjenjaloNdothini na, ndoyaphi na ?Ndakulahlwa nguwe mina ?Ndinezono okuneneNdinetyala phambi kwakhoNdandi nobu menemeneNoko ndandinezwiIntliziyo yam yamangalaYanerhatshi elikhuluOko wandibiza, ndalaNdandi zenza isithuluTarhu Nkosi, ndikonileNgokudela izwi lakhoUmphefumlo wamu'wileTarhu ngobubele bakho
❤❤ amarhabe amanyanayo UPCSA
Ohw I feel bad that I'm only seeing this now. Ndizelwe eRhabe umhakhulu wam ebephila apha! Kodwa kwaye kwacaba uhamba yedwa endleni😭❤️ iphi le Rhabe iphile kanje? Ndiyayifuna kwelikapa😭
Ise Gugulethu, Ny 2
Awu Jesus, ndibona umntu ngathi ngu mamPhezisa bethuna, loving her.... Wow kumnandi apha seeing umamMatya bethuna
Ubona kanye bona 🙏🏾😇
@@banisabrown143 enkosi nana
Aaawwwwwu Nkosi amaRhabe amaaaahleeeee🌹🌹😍😍😍
Aaaaa 🤚
@@banisabrown143 ❤️❤️❤️❤️🙏🙏
JL Zwane ikhaya lam ❤️
I'm so emotional, this was my late grandmother's hymn and next week Sunday ndiyanxitywa, izoba yintonga yam lena......
Mandishalumhlaba
🥺❤️
ewe njeee
Someone please advise of any branch around centurion or midrand
Kulama culo ase Wesile ngu 192. . NKOSI THIXO UFIHLIWE
Oh yhini MaRhabe Amahle intonga yam 288♡♡
AmaRhabe amahle ❤
Tsiiiiiii nje maan kuduga
Musuku'ndila'hla, Nkosi
Noko mina ndenjenjalo
Ndothini na, ndoyaphi na ?
Ndakulahlwa nguwe mina ?
Ndinezono okunene
Ndinetyala phambi kwakho
Ndandi nobu menemene
Noko ndandinezwi
Intliziyo yam yamangala
Yanerhatshi elikhulu
Oko wandibiza, ndala
Ndandi zenza isithulu
Tarhu Nkosi, ndikonile
Ngokudela izwi lakho
Umphefumlo wamu'wile
Tarhu ngobubele bakho