Awwwww kodwa Jesu!!!! Uthando olungaka kodwa Jehovah, uthando olungaka kodwa Jehovah ..waze wamuhle Moyo'Ngcwele. Waze wamuhle Simakade. Waze wathembeka ezimpilweni zethu noma singathembekanga kuWena. Awujiki, Awugucuki. I can attest to this. I overcame poison, I overcame accidents, I overcame witchcraft because I AM PROTECTED BY THE HEAVENS....Ohhhhhhhhhhh kodwa Jesu.....oh kodwa Jesu....oh kodwa Jesu, NGIYABONGA.
Wow this God is amazing. I have heard this other song by Brother Ntethelelo, which has among other lines these words "Wen' uyingcwele, wen' uyingcwele, Wena wedwa uyngcwele, ..... Yamukela indumiso..." Please guys help me how can I get hold of it. It really blesses me.
It was 2013 mhla litshona emini kum abantu bendisithi zizihlobo kum zajika zandiqwenga oku kwezinja zandihluba ingubo yangaphantsi mhla ndiyiva le ngoma ndalila ndilele at that point ndaz kwa oko uThixo ukhona kulemeko From Nwabisa nangk ndiyaxola kodwa andilibali nceda mna nkosi
Awuuu😢😢 yhuuu lo bhut yandisikela maarn hay🙌🙌😭😭kodwa jesu sibiyelwe bazalwan
Awwwww kodwa Jesu!!!! Uthando olungaka kodwa Jehovah, uthando olungaka kodwa Jehovah ..waze wamuhle Moyo'Ngcwele. Waze wamuhle Simakade. Waze wathembeka ezimpilweni zethu noma singathembekanga kuWena. Awujiki, Awugucuki. I can attest to this. I overcame poison, I overcame accidents, I overcame witchcraft because I AM PROTECTED BY THE HEAVENS....Ohhhhhhhhhhh kodwa Jesu.....oh kodwa Jesu....oh kodwa Jesu, NGIYABONGA.
This song is too much ndiva amandla everytime ndiymamela
Ndiyabulisa in Jesus Name.Ndicela undenzele I USB ka volume one nezinye zakho.Ne Price apha ngo December ndiyakude ngegama likaYesu.
Thabo mvokwe ,Lord umkhulu Wena owahlulwa yinto ndithembelekuwe ngibomibam a man
It's 2021 and I'm still shook. Thank you Ntethelelo ♡
Yebo ngibiyelwe,kwashiwo mandvulo. Angeke avume lunyawo lwami lushelele.
WOOOW 1 uTHIXO mhle bhuti wam...and kukho neny ingoma endisikelelayo yakho ithi "ngubani ongavala xa uJesu evulile"nNdise GEORGE, western cape and ayikho apha iCD yakho kugcwele nje ezi zaseStratweni kanti mna andizisebenzisi
Excellent Brother Ntethelelo
😢😢😢😢😢😢😢olonda Israel.Anointing apha🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
im from an accident this song reminds me how jelous God is about my life. akavumi ngami! #crying#
I'm also from lusikisiki...wonderful song mkhaya wam I love it
He will never forsake me...oooh Yehova ungavumi ngam hleze utshaba lundoyisa.
Amen thanks God for song , may the Lord God Jesus Christ of Nazareth bless u my brother
Amen!Amen! Hallelujah! 🙏🏼❤️🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
Kodwa jesu🙌
I'm just surprised y this song has soooo less viewers whereas God has come down lyk this
please add Ntethelelo's song amen,it takes me to another level.
ayikele isukile ngeyona ndlela esisimanga...Ubiyeeeeeeelweeeeeeee..
What a powerful song ohoo God blesses you Ntetheleko with that beautiful voice go on praise God bro
What a message brother. There's always a little burden removed every time I listen to the song. Enkosi Mkhuluwa
Ngeke avume,AMEN man of GOD
eish bhut'wam l am so blessed ngolona hlobo tnx .
akozeli akalali,uhlala ekhona ngamaxesha onke,nguNdinguye eNDINGUYE,Thanks for this TRACK!!!!
wangihlukumeza umuntu wesifazane emsebenzin ngomona nje qha.. kodwa yena ungibiyele
What a powerful song, akozeli akalali..... I like this song
oh my god...... sibiyelwe bazalwana amen nkceku
Yes Ntethelelo am Happy for you ndiyayithathanda Godbless you from Luvuyo Sigidi
This song iyangiphilisa emoyeni nasenyameni keep it up Ntethelelo God bless u my brother
Pamela mjodo iyandiphilisa emphefumulwenu lengoma
Whaw what a powerful voice nceku ndiyabulela nceku
tsi wonderful brother
2022 I'm still here usemhle uThixo ♥️♥️♥️🙌
uyandisikelela Bhuti wam worse lomhlabelelo bawo aqhubeleke nokunceda
8 years later the song still mends my soul
wena ubiyelwe bawo NTETHELELO....AMEN BAWO
Wow this God is amazing. I have heard this other song by Brother Ntethelelo, which has among other lines these words "Wen' uyingcwele, wen' uyingcwele, Wena wedwa uyngcwele, ..... Yamukela indumiso..." Please guys help me how can I get hold of it. It really blesses me.
Ngeke nangoku,enkosi bhuti wam,uyasikelela umculo wakho
Glory to Jesus what a powerful music.
I love this song and the anointing in his voice
yhoo iyandiphilisa le ngoma
please add "amen" on the internet" what a powerful song
EWE BHUTI EWE BHUTI THULA THULA SIVULE .AWU MADODA NANKO UMYALEZO BAPHI ABAFANA ZIPHI INTOMBI NANKO UMFANA ESITHANDAZELA UTHULE LENI USHIYEKA NJE.THANKYOU THANKYOU BHUTI
It was 2013 mhla litshona emini kum abantu bendisithi zizihlobo kum zajika zandiqwenga oku kwezinja zandihluba ingubo yangaphantsi mhla ndiyiva le ngoma ndalila ndilele at that point ndaz kwa oko uThixo ukhona kulemeko From Nwabisa nangk ndiyaxola kodwa andilibali nceda mna nkosi
Nkosi yam. akozeli akalali.
Jesus!!!!!!! m blessd
I love you 💕
wena ubiyelwe amen tata
It’s 2022 I am still here
Beautiful
Nice song
Amen
Aaaaaaaaaaa nkosi
amen
jesus...
amen
Amen