Размер видео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показать панель управления
Автовоспроизведение
Автоповтор
Yho!!! "Ndinqunyelwa sisihlunu nje kuba baqale ngawo amanqatha."Inyaniso enzulu elapha
"Nenziw' iinjoli kuba kusaziwa niyakuthanda ukutya".......wamchaza wamgqiba umntu wakuthi(umntu omnyama) onorhwaphilizo ngamagama nje angephi(ambalwa)......umntu wakuthi uvuyela uqhathwa ngeesenti ukuze abengumsele wokuthubelezisa nokusengela iimali zophuhliso lwabantsudu kwiipokotho zabebala, bedodobalisa betyumza kananjalo iinzame zeeAct ezifana nooBBEEE noAffirmative Action.
Umntu ontsundu tata uyakulungelwa naye ngeny'imini...
Ndiyavuma mntwan'exhego...
Isipho Sakho Siyasikhulisa Futhi Si yasikhulisa
bayethe
bongwezi esisiga wasifundaphi nezinyani mntwanenkosi?
Mbulelo Zondo kaloku mntwan'exhego ndihlala apha nam kwaye ndiphila nabantu qha sohluka ngokukwazi ukuthula nokuvula umlomo...
kuhle tata
ewe bhuti indiyakuva ndicela undiphe amagama anzulu esixhosa izihlonipho e.g inqawe ungathumela Kyle number 0719720031
Mbulelo Zondo Hayi bawo funda incwadi...
Yho!!! "Ndinqunyelwa sisihlunu nje kuba baqale ngawo amanqatha."
Inyaniso enzulu elapha