Unabantu Bakho Thixo - EL Circuit 313 Women's Manyano

Поделиться
HTML-код
  • Опубликовано: 20 сен 2024
  • Unabantu bakho, Thixo,
    Ngamaxesha onke;
    Ubagcina, ubanceda
    Eendaweni zonke.
    Bakuwela imilambo,
    Uba nabo wena;
    Bakutshiswa ngemililo,
    Uba nabo wena.
    Apho batshutshiswa khona
    Bomelezwa nguwe;
    Nasemaramweni Thixo
    Bayagciniwe nguwe.
    Bakhangela kuwe, Nkosi,
    Abo bantu bakho;
    Babulela, bakuthembe,
    Abo bantu bakho. Amen.

Комментарии • 8

  • @busisiwekhambula7895
    @busisiwekhambula7895 2 года назад

    Unabantu bakho Thixo, ngamaxesha onke.
    Ubagcina, ubancede endaweni zonke.
    Bakuwela imilambo, ubanabo wena
    Bakutshiswa ngemililo, ubanabo wena.
    Apho batshutshiswa khona, bomelezwa nguwe
    Nasemarhamncweni Thixo, bagciniwe nguwe
    Bakangela kuwe Nkosi, aabo bantu bakho
    Babulela bakuthembe, aabo bantu bakho.

  • @bongamtongana6857
    @bongamtongana6857 4 года назад +1

    Nice chant

  • @lukhanyisokalipa7125
    @lukhanyisokalipa7125 4 года назад

    Tjoooo le chant 😭😭😭

  • @nomfundodumakude9898
    @nomfundodumakude9898 4 года назад

    Download evrything

  • @ThembaMayekiso-vk7us
    @ThembaMayekiso-vk7us 8 месяцев назад

    Leliphi elibandla??? 2/1/2024

    • @LwaziMpofu
      @LwaziMpofu  8 месяцев назад

      This was at EN Baartman Methodist in East London

    • @ThembaMayekiso-vk7us
      @ThembaMayekiso-vk7us 8 месяцев назад

      Enkosi mhlekazi...3/1/2024