- Видео 16
- Просмотров 177 622
Vuma Hlulani
Добавлен 6 окт 2020
Видео
ndandinenzeni
Просмотров 8 тыс.3 года назад
liphondo lakwakomani lihamba nobavumele hlulani ngapha kutsolo siyokubeka unontobeko enkundleni ukunyamezela kuza nomvuzo hayi lamapharaphara athi ayagula kanti ahambe elinga ingqondo zamagqirha ukuba zinjani na impumelelo ebugqirheni isekunyamezeleni. ukuba uke waphuma kwelokuqala igqirha kungekho sizathu sibambekayo onaso nesikukhuphileyo kodwa kuba uhamba ngetshomi nemirhiba usengxakini ngob...
ndakumangalela by Bavumele hlulani
Просмотров 17 тыс.3 года назад
kumhlaba wase ugie kwandungwane apho ndandisenza intlombe yokuhlamba umguli wam emva kokushiywa ngu mama wakhe silapho ukhoyo
ithamsanqa by Bavumele hlulani nephondo likakomanisi
Просмотров 1,5 тыс.3 года назад
ithamsanqa by Bavumele hlulani nephondo likakomanisi
Ariyeli apostolic African church in zion
Просмотров 7773 года назад
Ariyeli apostolic African church in zion
ukuyalwa komguli
Просмотров 15 тыс.3 года назад
siyabayala nje kuba kunyanzelekile sibayale ngapha Koko ukuyalwa kwabo yinkcitha xesha ngoba ngoku benza ukuzithandela umntu nje ukuba uke wanxiba intsimbi sele ngena ko Facebook ezigropini angazaziyo efunda ubugqirha eyingebubo aphume engena ehamba esithubeni ungxamile ufuna uhambe enyanga phofu akanyangekanga yena kuqala whoo
ithamsanqa
Просмотров 2,3 тыс.3 года назад
nditshilo kuwe ndathi kwingoma sitsala ngayo ngakumbi thina kweliphondo likakomanisi ngoku silindele umguli abuye kuzokuwa inkomo yakhe yokumgodusa usalahlekile oko ebemnkile xa sukube siniyala sisithi umguli akatyi yonke into akangeni kuzo zonke indawo akaphenduli zonke Indiba sube silungiselela amaxesha anje ngoba umntu uyazihambela kwaye ukuba kange azile azigcine uzakuzibona ngalemini yiyon...
kusile manene
Просмотров 1,7 тыс.3 года назад
wadana umthakathi apha ndandingapha ebhofolo emantlaneni ndiyobeka u aphiwe enkundleni kow kwakudlana intsimbi
ithamsanqa
Просмотров 14 тыс.3 года назад
ndisecofimvaba ngela xesha ndandiyokwenza iphehlo Kanye lika lulamelithongo kwa Maduna ke ucenge nokhala uthobe unyanezele lontobeko unayo ungaze uyiphuncule mntanam yiyo eyakungenisa banzi ebugqirheni
Wow Dabs wam ulapha Zawuthwani❤
Camagu Tatu Bavumele
Utata uKrila inoba ufumaneka phi bethuna uba ulapha eKapa
Ndakumbula my gogo yam Nkosi yam nalithamsawa
Camagu shlwele
Haha ndayaz nevatshula sana
Oh kodwa!!😢uMamQhinebe wam. 11 years later ndisakucinga Ntombi
Camagu Tata
Tata khumbuza Momkhulu wam Nozulu mpafane thukela
Camagu Tata
Ngulo ulala namadoda abantu kelo
Bashiya amadoda ezindlini bahambe besenza imibulo kulemizi
How can I get your number??
Ivatshula yakho kuhambe ulala namadoda wabantu elelahlobo lithwasiswa bubuhule uyawfa ulihule
Ihule elikhulu lidelixolele uya nomntana entlombeni cc unezotho lo
Hahaha ndihamba ivatshula
Ncinci dlakazimviko akafinci
Ndiytlthanda kulandwo ithi ugulela ntoni ungenabani
Camagu
Ewe yini yini 👊
G Lo Mein lllm in
Kuyingozi usoloko unxila 🤗♥️
Ahlangene, mhle umama wakho, uthetha into evakalayo. Camagu!!
💕💞
🙆🙆🙆
Camagu 🦴📿🦁🐆🐅🐃🦌🦧
Utsokabuhlung ntombasemnzini🙆🙆
Full song please 🙌, Camagu
💔💔💔😭😭😭🤞
Yandiphilisa mfo wase Mabambeni vele ngase ndithabathe uhambo olude ngenye yemini ndinethemba soze sidibane sihlinze impuku💔💔🙆
Hey hayi mani tata uyandiphilisa kwa voice yako vele ndibenethemba ngathi xandinodibana nawe ngxaki zam zonke zingasombululeka
Camagu Krila andisaxhentsi eofisini ndixhentsa ndizombelela Thangane
Camagu tata_ ndicela iLyrics xabelandela🤲 kuthiwani xabelandela
Qwakaza ndiyeke nondininyivana
Wayibeka yacaca🤲. Camagu
Kukude ekuguleni futhi akufikeki Lula tu logama kusekho abantu abacinguba ukugula bayakwazi ukugula akukaziwa ndim ngoku ndileligqirha ndililo ngoba ukugula awuzikhetheli futhi awuzithandeli Susa itshomi esigulweni Susa ukubonela esigulweni awu camagu
Yinyani engangxengwanga leyo Mbamba
UNkulunkulu mdali wethu uthi abafileyo kabasaphili Genesis 3:19,Jobe 7:7-10,ecclesiastes 9:5-6,10, bazophinde baphile ngesikhathi uNkulunkulu ebavusa ekufeni Isaiah 26:19,John 5:28-29,Psalms 37:29.
@@vusimngomezulu2500 uphambene wena ingqondo ayisebenzi kuwe ngubani umngomezulu usaphila yena