Camagu mama utshontshile
Ndibeke apho uthanda khona nkosi kanti izinyanya eziphakeme ziphi. Hayi ndoyisiwe andazi ukuthi mandikholelwe entweni na😮😮😮
Iook ndibeke nkosi Camagu madlozi ami
onomathotholo bayeza kusasa
Oh Ndibeke Nkosi Camagu❤
yintlombe okwenyani le yitsho gogo tsiiiiiiiiiiiii
chos ndide ndixhentse oku kwam hamba gogo
Heeeee mama suyithetha yitsho uphinda andoyiswe amathambo yinzonzobila
Hayini hayini bethuna inyawo
Molweni bogogo nomkhulu ,camagu , ndicela iziduko zika "Nzotho" kunye "noNgwanya" kumntu ozaziyo .
camagu. 👏🏻📿
OK ngowase gqeberha yhoo andiyazi loondawo but ndingavuya uuba ndinokufumana I contacts zakhe mna I'm based in cape town camagu gogo❤
Camagu wow I wonder ndingamfumana phina lo gogo ndicela uncedo nge dilesi yakhe abantwana basekhaya enkosi
Ndiyaphila apha oh hayi oh hayi Tsiii Ziyagida izangoma
Ohhh uMamgwevu 😍love her
Camagu cela buza liphi eli pehlo? ndicela ncukaca ezipheleleyo ndfuna lomama kanye camagu
Camagu
Capukela nje indlela elagqirha limxhaya ngayo lamkhulu esombela ayeke mcela kahle
tsiiii kuyafiwa
❤️❤️MamNgwevu, best Gobela, well spoken also. Inyani uyithetha ngongafihlisi, uhamba with uTatuDiz'amahlebo(Blue and white hat) uDibashe ngokwakhe.
May I please get her contacts. Where is she based. Camagu kuthetha u Mam'Ngwevu u Madiba. Chosi🙏
@@ntombiyesiziba1926 She is based in Gqeberha, in Greenbushes.
@@solomzizuzani7466 can I have her contact or address please. I'm also in Gqeberha
😂 I LOVE this gogo wow uphilile ngaske andi xhentsise ndo goduswa🙏 sithi camagu, ndaue 👏
Suyithetha I know
Camagu bantwana bethongo
Yhoo hay ndibona lento kuthwa ngmagqirha kusentlombeni nyani apha, hay ndiyanivuma bahlekazi abahle nditsho ndavakalelwa camagwini